Kaizer Chiefs fans angry about the performance of Amakhosi of late
Amakhosi performance in both the league games and Cup finals as their heroes have shown poor performances in both Eastern Cape and other provinces.
Read MoreAmakhosi performance in both the league games and Cup finals as their heroes have shown poor performances in both Eastern Cape and other provinces.
Read MoreUkubhiyozela iNyanga yeSizwe yezoThutho, uMasipala weSithili saseCape Winelands (CWDM) ubambisene neSebe lezokuHamba likaRhulumente weNtshona Koloni kunye neSebe leMfundo ukuze aqhube iphulo elinefuthe lokhuseleko ezindleleni kwizikolo kwisithili siphela.
Read MoreIqela leNguqulelo yabaKhubazekileyo lifuna ukuba iSixeko saseKapa siquke imilinganiselo ethile yabantu abakhubazekileyo kucwangciso lwaso lwezothutho
Read MoreIsimbonono ebekhe sabakho ngokubuyiswa kwesigwebo sentambo sibonakala siphinde savuseleleka emva kwezizaneko zokubulawa kwabantu eLusikisiki naseMthatha kutshanje.
Read More10 EyeDwarha (Oct) 2024 – 23 EyeDwarha (Oct) 2024 Intatheli kaDizindaba Ummandla weCape Winelands uthe nawo wazifumana udumo olukhulu malunga
Read MoreAmafama aseNgqamakwe eMnquma kulindeleke ukuba akhe afumane ukuphumla kwicala lokuthi gqolo ethenga amayeza emfuyo elungiselela iigusha, iibhokhwe kunye neenkomo zawo.
Read MoreAmaMpondo Sport Foundation isebenza ngokuzinikela ngenzame zokuncedisa ulutsha olunqwenela ukuphuhlisa italente yalo kwibhola ekhatywayo uqala ezikolweni ukuya ekuhlaleni.
Read MoreOmama abathungayo nabaphantsi komasipala wase Dr AB Xuma bathe babhiyozela inyanga yamagugu kwilali yase Qhumanco ngokuthi babonakalise ngetalente abanayo yokuthunga.
Read MoreUmasipala waseMnquma eGcuwa uyaqhuba neenkqubo zokuqaphela inyanga yamafa namagugu esizwe ngenjongo zokufundisa uluntu ngembali yeli kunye nokubhiyozela lenyanga.
Read More26 EyoMsintsi (Sept) 2024 – 09 EyeDwarha (Oct) 2024 Anele Raziya Inkulumbuso yaseMpuma Koloni uLubabalo Oscar Mabuyane uthe ukuziswa kophuhliso
Read More