Uluntu kuthiwa ludidekile ngemo yombane
Xa kanye abemi boMzantsi Afrika bebesandula kuvakalisa izimvo zabo ngento entle yemeko yombane ezanywa ukuphuculwa ngu Rhulumente, ngoku bavakalisa ukudideka xa kuphindwa kubuyelwe koo Stage 3 no 4.
Read MoreLatest Tech News
Xa kanye abemi boMzantsi Afrika bebesandula kuvakalisa izimvo zabo ngento entle yemeko yombane ezanywa ukuphuculwa ngu Rhulumente, ngoku bavakalisa ukudideka xa kuphindwa kubuyelwe koo Stage 3 no 4.
Read MoreUlutsha lwaseMnquma eGcuwa libonakala linekamva eliqaqambileyo kwicala lokusungula iinkampani okanye ookopolotyeni abavelisa izinto ezahlukeneyo ekuhlaleni.
Read MoreUmceli mngeni wokusetyenziswa kweziyobisi unwenwa okomlilo wedobo kwilizwe jikelele.Lidungamzi eliqhekeza amakhaya, lalumla abantwana konini lwazisa uloyiko nonxunguphalo ekuhlaleni.
Read MoreUceba weANC kwaWadi 2 eMbhashe, uMzikayise Saki (45) uzakubekwa kwikhaya lakhe lokugqibela kwindawo yaseNgxakaxha eMantandeni eDutywa ngalo Mgqibelo.
Read MoreAmapolisa angabaphandi aseCofimvana ahlabe ikhwelo kuluntu jikelele ukuba luwancedise kwinzame zokukhangela indoda eneminyaka engamashumi amathathu anesixhenxe ubudala.
Read MoreUmasipala wase Dr AB Xuma uthe waxhasa amafama ngegusha zoboya ngenjongo zokuba bakhulise ushishino lwabo.
Read MoreUnokontraka werenki yaseXhora uxabene nomasipala waseMbhashe iminyaka esibhozo.
Oonoteksi eXhora ngaseMthatha bafuna ukuba umasipala waseMbhashe agqibezele irenki yabo exabisa izigidi zeerandi.
Abantwana abathandathu bathe bashiywa ziinkedama emva kokuba umama wabo kunye neqabane lakhe besweleke kumlilo wetyotyombe ngempelaveki.
Read More