Kuqaphela inyanga namagugu
Umasipala waseMnquma eGcuwa uyaqhuba neenkqubo zokuqaphela inyanga yamafa namagugu esizwe ngenjongo zokufundisa uluntu ngembali yeli kunye nokubhiyozela lenyanga.
Read MoreLatest Tech News
Umasipala waseMnquma eGcuwa uyaqhuba neenkqubo zokuqaphela inyanga yamafa namagugu esizwe ngenjongo zokufundisa uluntu ngembali yeli kunye nokubhiyozela lenyanga.
Read MoreUmbutho ojongene nokulawula ibhola ekhatywayo eGcuwa, iMnquma Local Football Association (Mnquma LFA) iza kuwonga amaqela aqhube kakuhle kwizigaba zonke kule sizini isando kuphela.
Read More26 EyoMsintsi (Sept) 2024 – 09 EyeDwarha (Oct) 2024 Anele Raziya Inkulumbuso yaseMpuma Koloni uLubabalo Oscar Mabuyane uthe ukuziswa kophuhliso
Read MoreUBishop Zamile Diko (40) uphumelele iwonga lesine leBest Gospel Maskhandi Artist kwi Old Mutual 11th INGOMA ePolokwane.
Read MoreUMkomishinala wamapolisa eMpuma Kapa uLieutenant General Nomthetheli Mene uzigxeke kabukhali izenzo zokubulawa kwabantu abane ngokungenalusini kwilali yaseBityi eMthatha kwiveki ephelileyo.
Read MoreUkugxeleshana ngezikhondo zamehlo phakathi kwabahlali belali yaseMakhwaleni eLusikisiki yimbangi yokuba abanye abantu beshiye amakhaya ngeloyikisela ubomi babo.
Read MoreItitshalakazi igxothwe ngoko nangoko emva kokufunyaniswa inetyala lesincwaso ngakumfundi oneshumi elinesithathu leminyaka.
Read MoreUMphathiswa wesebe lezeMfundo eMpuma Kapa uFundile Gade uzakusivula ngokusesikweni isikolo samabanga aphantsi iPhathilizwe Junior Secondary School kwaSongwevu, kuGatyane.
Read MoreINkundla yeNgingqi yaseMthatha ithe nkaa ngesigwebo sobomi izihlandlo ezibini isidlwengu esiphindaphindayo uGugu Honono. Esi sidlwengu sifunyenwe sinetyala kwizityholo ezithathu zokudlwengula nokuphanga.
Read MoreUSekela Mphathiswa kwisebe lezeMpilo kuzwelonke uGqirha Joe Phaahla uzimase intetho yeBhunga loPhando kwezoNyango loMzantsi Afrika (South African Medical Research Council) malunga nokonyuka kwezifo ezinganyangekiyo.
Read More