Kufunyenwe izixhobo kwilali yaseNgqeleni
Kulindeleke avele enkundleni yamatyala kuleveki sikuyo amadoda amabini afunyenwe nezixhobo kwilali yakuNothintsila eNgqeleni.
Read MoreLatest Tech News
Kulindeleke avele enkundleni yamatyala kuleveki sikuyo amadoda amabini afunyenwe nezixhobo kwilali yakuNothintsila eNgqeleni.
Read MoreIsebe lezeMpilo kwiphondo leMpuma Kapa likuqinisekisile ukuba lizifumene iingxelo ngeenyoka kwisibhedlele iDr. Malizo Mpehle kuTsolo, yaye lizimisele ukujongana nazo ngqo ukuze kukhuseleke ooGqirha, aBongikazi, abasebenzi kunye nezigulane.
Read MoreAbadlali abathathu abafumana amawonga awohlukeneyo ngexesha kudlala indebe ebizwa iNozulu Youth Legacy U/17 bafumene impahla yokunxiba yesikolo kwiveki ephelileyo.
Read MoreBabekwe kwikhaya labo lokugqibela eSibangweni eLibode abantwana ababini uZenakhane oneminyaka emibini kunye noAlive Makeleni oneminyaka emine ubudala abathe batsha ngokumasikizi kwidangatye lomlilo elithe lanumeka ikhaya labo ngentseni yangoMgqibelo kutsha nje.
Read MoreUMphathiswa weSebe lezeMfundo kweliPhondo leMpuma Koloni  uFundile Gade ehamba negqiza lakhe basivule  ngokusesikweni isikolo samabanga aphantsi nesibizwa Nogwaza nesikwilali yaku Beyele phantsi komasipala iDr AB Xuma.
Read Morerhulumente wephondo leMpuma Kapa usungule inkqubo entsha yokuzama ukunqanda ulwebiwo lwemfuyo. I
Read MoreKwiintliziyo zoluntu oluzamazamana nentswela-ngqesho, intlupheko, kunye nolwaphulo-mthetho, kuye kwavela ukukhanya kwethemba ngendlela yePure Mustard Seed, umbutho ongenzi ngeniso owasekwa ngo-2021 ngoosomashishini abathathu abanombono: Ms. A. Kapa, ​​Mnu. Gwexa, noMnu V. Ngwenya.
Read MoreEmbindini weMbekweni, ePaarl, kuhlala umfana oselula onombono omkhulu njengokuzimisela kwakhe. Dibana noThabiso Macholo, oneminyaka engama-22 ubudala olungele ukwenza amaza kungekuphela nje kwindawo ahlala kuyo kodwa kwilizwe lonke.
Read MoreUmasipala waseMnquma kunye neMnquma Initiation Forum sele baqalile kwiveki ephelileyo bejikeleza betyelela izikolo ezinamakhwenkwe azakuya ehlathini ulungiselela elixesha lolwaluko laphakathi enyakeni.
Read More