‘Singenza ngcono ukuba singavotelwa
Inkokheli yombutho we ATM u Vuyo Zungula ibinyathele kwidolophu yase Cofimvaba phantsi komasipala Ntsikayethu iyokugaya inxaso.
Read MoreLatest Tech News
Inkokheli yombutho we ATM u Vuyo Zungula ibinyathele kwidolophu yase Cofimvaba phantsi komasipala Ntsikayethu iyokugaya inxaso.
Read MoreIsebe lezeMpilo kwiphondo leMpuma Kapa likuqinisekisile ukuba lizifumene iingxelo ngeenyoka kwisibhedlele iDr. Malizo Mpehle kuTsolo, yaye lizimisele ukujongana nazo ngqo ukuze kukhuseleke ooGqirha, aBongikazi, abasebenzi kunye nezigulane.
Read More27 Canzibe 2024 – Anele Raziya Urhulumente waseMpuma Koloni ubekele bucala imali engange R560 million ukuba kuhlaziywe isibhedlela esiseMbhashe i-eMadwaleni
Read MoreUmasipala waseChris Hani uthe wayonikeza ngamanzi kwilali yase Clackburry phantsi komasipala iDr AB Xuma.
Read MoreAmaMpondomise azifumana ephantsi koxinzelelo emveni kokuba usisi owalahlekelwa yincwadi yakhe yesazisi wazifumanisa sele engu nkosikazi Okomondi mntu low ongowase Nigeria.
Read More20 kuCanzibe 2024 – Anele Raziya kumkani yamaXhosa jikelele, uAhlangene Sigcawu uliqhwabele izandla inyathelo lika Mphathiswa weSebe elijongene nemiCimbi yezaseKhaya,
Read MoreUmasipala waseMnquma eGcuwa ukwiphulo lokuncedisa ulutsha ngeezixhobo zokudlala imidlalo entlobo-ntlobo ingakumbi kwindawo ezisemaphandleni.
Read MoreUMphathiswa weSebe elijongene nokuphuhlisa amashishini amancinane, uStella Ndabeni-Abrahams ukhuthaze oosomashinini baseAlfred Nzo abasakhulayo ngokuthi abanike izixhobo zokusebenza kumashishini wabo.
Read MoreAbahlali beendawo ezahlunekeyo eMnquma bavakalise ukungoneliseki ngumgama osele uhanjwe ngurhulument ophetheyo kwicala lokuzisa inkonzo ezingcono eluntwini, logama abanye bencoma ngelithi izinto azisafani nakuqala ngaphambi kwenkqubo yedemokrasi.
Read MoreAmalungu ombutho we Zion church Board kumasipala iDr AB Xuma atyelele kwilali yaku Manzana kwikhaya lakwa Xuma ukuyonikezela ngezinto zokokha nabazicele kwenye yevenkile zalapha.
Read More