UZungula ufumene umnxeba kwisigwinta esifuna ukumbulala
UVuyo Zungula onguMongameli weAfrican Transformation Movement (ATM) utyhola ngokuba kukho abantu abamfuna efile. Ubanga ngelithi ufumene umnxeba kwisigwinta esiqeshelwe ukuba simgqithise amafu.
Read More