Obedlwengula ephindelela ugwetywe ubomi ejele
Intatheli: Monwabisi Khininda | INkundla yamatyala yaseBityi eMthatha isigwebe ubomi entolongweni isidlwengu emva kokuwelwa ngamatyala amabini okuzithatela ngolunya kumhlaba ongezantsi.
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | INkundla yamatyala yaseBityi eMthatha isigwebe ubomi entolongweni isidlwengu emva kokuwelwa ngamatyala amabini okuzithatela ngolunya kumhlaba ongezantsi.
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Komani Usodolophu womasiplala wase Emalahleni uKhansila Ntombizanele Koni uthi uHambo lokusela umoya (Hiking) obelusenziwa kulomasipala lubeyimpumelelo
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Bityi Amapolisa afumene umzimba womnye unogada oneminyaka engama-28 ubudala unamanxeba wembumbulu entloko, ngelixa omnye unogada ekuqikelelwa
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Cofimvaba Kubhubhe abantu abathathu, abanye abalishumi elinesine bonzakala kwingozi embi ebandakanya itekisi kunye nePolo kuhola wendlela
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Monti Umama wenkwenkwana eneshumi elinanye leminyaka ubudala edlwengulwe ngabasetyhini ababini kwindawo yaseEsinqaqu-nqawini eMonti uthi ufuna ubulungisa.
Read MoreMonwabisi Khininda | Ngqushwa Igama likaMluleki Makrwalana (62) lifakwe kuluhlu lwezidlwengu eMzantsi Afrika, emveni kokuba ethiwe nka-a ngodilikajele yiNkundla yeNqila
Read MoreIntatheli: Yonela Mpaka | Ngcobo Bazityanda igila abaphila nokhubazeka edolophini eNgcobo nanjengoko lenyanga ibekelwe bucala ukujongana ngqo nabo. Oku kuza
Read MoreIntatheli: Yonela Mpaka | Ngcobo Uphehlelelwe ngokusesikweni umbutho we NYCO (Ngcobo Yethu Civic organisation) kwidolophu yase Ngcobo. Lo mbutho ngowabahlali
Read MoreIntatheli: Yonela Mpaka | Ngcobo Umasipala wase Dr AB Xuma uthe wanikeza ngezixhobo zokusebenza ukuncedisa intwazana eselula ukuphuhlisa ishishini layo
Read MoreIntatheli: Anele Raziya | Gcuwa Umbutho webhola ekhatywayo eGcuwa, iMnquma Local Football Association (Mnquma LFA) kunye neNozulu Youth Legacy Cup
Read More