Urhulumente uqala ukufudusela abahlali baseSkiet eGcuwa kwizindlu zethutyana emva kwentlekele yemvula
Kubonakala urhulumente esifezekisa isithembiso sakhe awasenzayo kubahlali bendawo yamatyotyombe eGcuwa ebizwa ngokuba kuse Skiet emva kokuba bemkelwa yimikhukhu yabo kwizandyondyo
Read More