Abantu abadala bebekhuphisana kwimdlalo entlobo-ntlobo
Njengokuba ilizwe lisonga inyanga yamanina kule veki, umasipala waseMbhashe eDutywa ukhuthaza abantu abadala ukuba bahlale bezilolonga ukuze imizimba yabo ihlale idlamkile.
Read MoreNjengokuba ilizwe lisonga inyanga yamanina kule veki, umasipala waseMbhashe eDutywa ukhuthaza abantu abadala ukuba bahlale bezilolonga ukuze imizimba yabo ihlale idlamkile.
Read More29 EyeThupha (Aug) 2024 – 11 EyoMsintsi (Sept) 2024Â Anele Raziya Iqela laseNtabankulu kwingingqi yaseAlfred Nzo, iExecutive Ladies FC, iphoswe
Read MoreUMasipala waseMnquma eGcuwa ukhuthaza ulutsha ukuba luthabathe inxaxheba kwintlobo-ntlobo zemidlalo kwaye luhambele kude kwizinto ezifana neziyobisi.
Read MoreUmasipala waseKSD uthi ukuqalwa kwenkqubo yokupaka izithuthi ebhatalelwayo kwizitalato zaseMthatha kukusabela kwizikhalazo zabantu ngokuxinana kwezithuthi ukungalawuleki, nokuqoqa izitalato.
Read MoreNanjengoko inyanga yeThupha iyinyanga yamanina kuye kukhunjulwe umzabalazo wamanina amhlophe,amandiya nemidaka.
Read MoreUKwakhanya Gwadiso ongumfundi waseHoly Cross High School eMthatha uphinde wenza adume ngazo kukhuphiswano lomculo lukazwelonke
Read MoreAbatye babhubhudla imali yomasipala wase-King Sabata Dalindyebo ngobuqhophololo bavele enkundleni yamatyala eMthatha kuleveki sisuka kuyo.
Read MoreAmapolisa ecandelo looKhetshe neqela le TRT (Tactical Response Team) eMpuma Kapa adubule abulala oonqevu abaxhomisa iimoto zemali aze abamba amadoda amane kuxhomiso obeluqhubeka eMacleantown ngoMvulo weveki ephelileyo.
Read MoreAmanye amanina aseMisgund phantsi komasipala iKoukamma eMpuma azibona engakhathalelwanga ngurhulumente.
Read More