‘Ndisayifuna inxaso kuba ndijonge phambili
Ungumlimi ophume izandla utata uMzoxolo Sajini wakwilali yase Gqaga phantsi komasipala iDr AB Xuma.
Read MoreUngumlimi ophume izandla utata uMzoxolo Sajini wakwilali yase Gqaga phantsi komasipala iDr AB Xuma.
Read MoreUmbutho wotitshala nobizwa i Sadtu kwidolophu yase Ngcobo uthe wabamba usuku lokuthi ndlelantle kwitishala ezithatha umhlala phantsi kwanezo ziwuqhuba kakuhle umsebenzi wazo.
Read MoreUmbutho olawulayo kumasipala iDr AB Xuma ngowona abantu ababonakalise umdla kuwo. Oku kuvele ngethuba bekugaywa inxaso kwilali zalomasipala.
Read MoreAmaqela (clubs) weembethi manqindi eGcuwa sele eqalisile ngamalungiselelo wawo ukulungiselela itumente yamanqindi ebizwa iEastern Cape Boxing Championship ezakusindlekwa eMnquma kwiveki ezayo.
Read MoreUmasipala waseNgqushwa usathe gqolo uqinisekisa ukuba uncedisana namafama alimayo kuquka nalo wemfuyo ngenjongo zokugxotha indlala nokudala amathuba emisebenzi.
Read MoreLusothukile uluntu lwaseMhlntlo emva kokuhlaselwa uManejala womasipala waseMhlontlo uLungile Ndabeni ngokuthi atshiselwe izithuthi ezibini emzini wakhe kwintsasa yangeCawa.
Read MoreItyala ngoyena nozala wokubhubha kwabafundi kwithaveni yaseNyobeni eScenery Park eMonti kulindeleke liqale kwakhona ngomhla we-22 ukuya ku-24 kuJulayi 2024.
Read Moremozulu engentlanga ichazwe njengonobangela wengozi yezithuthi ezibini ezingquzulene okwenkunzi zegusha kuhola wendlela u-N2 kwaze kwabhubha abantu abathathu.Le ngozi emasikizi yenzeke kwaBhaca kufutshane nelali yaseDangwana kwintsasa yangeCawa.
Read MoreIingcali kwezopolitiko zivakalise okokuba ngoku eli lo Mzantsi Afrika libonakala lijonge kuRhulumente Wobumbano emveni kokuba kungakhange kubonakale elona qela lihambe phambili kulonyulo.
Read MoreKwiveki ezine ezidlulileyo iinkosi zaseMnquma bezixakekile zikeleza zonke izikolo zibamba intlanganiso namakhwenkwe ekulindeleke aye esuthiwini ngelixesha lolwaluko laphakathi enyakeni.
Read More