Kuthengwe izixhobo zokuncedisa ekucoceni inkunkuma eMbhashe
Iidolophu zaseMbhashe eziquka iDutywa, Gatyane naseXhorha, azinakuphinda zibonakale zingcolile ngamaphepha ezitratweni kunye neelokishi.
Read MoreIidolophu zaseMbhashe eziquka iDutywa, Gatyane naseXhorha, azinakuphinda zibonakale zingcolile ngamaphepha ezitratweni kunye neelokishi.
Read MoreAbahlali bamatyotyombe aseSihlanu naseMabophe eNyanga baqhubele phambili ngemibhiyozo njengoko iCandelo lezaMandla leSixeko liqhagamshele ngempumelelo amakhaya aliqela kwiziko lombane.
Read MoreINkulumbuso yephondo leMpuma Kapa uOscar Mabuyane uthi abazukuvumela ukutsalwa bathiwe qho ngempumlo nguye nabani ongubholelecaleni.
Read More03 Isilimela 2024 – Yonela  Umbutho we Sanco nongumbutho wabahlali kumasipala iDr AB Xuma utyelele kwivenkile ezimbini uyonikeza nge
Read MoreKwiveki ephelileyo abahlali belali iKalana (ward3) eNgqushwa baphinde bafumana amanye amatanki wamanzi kumasipala waseAmathole ebambisene neArhente ebizwa Aspire development agency ngenzame zokuqubisana nokunqaba kwamanzi kule lali.
Read MoreI-IEC (Independent Electoral Commission) eMpuma Kapa ivakalise inkxalabo emva kokuvalwa kwezikhululo zovoto ngenxa yoqhankqalazo loonotekisi eMthatha ngoMvulo.
Read MoreAmapolisa anqakule avalela abarhanelwa abathathu abanxulunyaniswa nesiganeko sokudutyulwa kubulawe abantu abasixhenxe kwilali iNxanxashe kuGatyane ngeCawa eyadlulaya.
Read MoreKubanjwe oonogada ababini begosa lo masipala waseMhlontlo kulandela ukufunyanwa nemipu neembumbulu ngokungetho mthethweni. Kwiphulo lamapolisa eliqhutywe ngoLwesihlanu, amapolisa athimbe imipu emibini, inombolo zayo zikhuhliwe, neembumbulu.
Read MoreUnogada oneminyaka engamashumi amathandathu anesibini ubudala ubanjelwe ukudubula abule inkwenkwana eneshumi elinesithathu leminyaka ubudala aze onzakalise omnye umfundi.
Read MoreUkuxhuma kweziganeko zobundlobongela kwilali yaseRainy eLibode kudale isimbonono kubahlali balendawo. Le lali ijongene nolwaphulo mthetho oluquka ukubulala, ukudlwengula, ukuxhatshazwa kwamanina nabantwana, ubusela bemfuyo nolwaluko olungekho mthethweni .
Read More