Lifunyaniswe lingenatyala inina ebelityholwa ngokudlwengula
Inina elinama 47 eminyaka nebelityholwa ngokudlwengula umfana onama 24 eminyaka lifunyaniswe lingenatyala emva kwee mbizo ngee mbizo ebezibanjelwe kwindawo yase Denokana kufuphi nomda waseBotswana.
Read More