Udlwengule isidumbu izihlandlo eziliqela
Owaziwa ngesiduko sakhe uNxuba nokwangumalusi wemfuyo kwindawo yaseMgqumo, eDalindyebo kwawadi 20 utyholwa ngokudlwengula isidumbu.
Read MoreOwaziwa ngesiduko sakhe uNxuba nokwangumalusi wemfuyo kwindawo yaseMgqumo, eDalindyebo kwawadi 20 utyholwa ngokudlwengula isidumbu.
Read MoreOtyholwa ngokudubula abulale iqela labantu kuQumbu uthathe idabi lakhe lesicelo sebheyile walisa kwinkundla yamatyala ephakamileyo eMthatha.
Read MoreKusweleke ishumi elinesibhozo labakhweli kuhola wendlela u-N3 eVan Reenem Pass emva kokuntlithana kwesigadla nekhombi ebisuka kuQumbu eMpuma Kapa, ngoLwesibini weveki ephelileyo.
Read MoreIzulu lidume ladlula nabantu ababini kwasinda abantwana ababini kwilali yakuNomcamba eNgqeleni.
Read MoreAmapolisa kwisithili sase-O.R Tambo anqakule amadoda amabini ngokubandakanyeka kwiziganeko zokubulawa kwamaqabane awo. Oku kwenzeke kwiziganeko ezibini ezahlukeneyo. I
Read MoreUBukiwe Fanta onguMphathiswa wesebe leZophuhliso loLuntu umemelela ukuba itshutshiswe inkwenkwe ekhuleliswe intombazana eneshumi elinesibini leminyaka ubudala.
Read Moreaqabele ngaphaya kwamakhulu amabini abantu abatshabe kwiingozi zendlela ngexesha leziyunguma zokuphela konyaka.
Read Moresapho lakwaNtyoyi kwilali yakuCwebhe,eXhorha, luphelelwe ngamacebo ngenxa yokuhlaselwa ngumlilo ekungaziwayo nokuva uvela ngaphi.
Read MoreIsebe lezeMfundo phantsi komasipala iChris Hani lithe labhiyozela iziphumo zabafundi bebanga leshumi nabathe beza no 83 pesenti. Le mibhiyozo iqale kwidolophu yase Cofimvaba ukuzoma eNgcobo imoto zingumngcelele.
Read More