‘Besilimele kakhulu singamafama egusha
Amafama emfuyo awekhala isijwili ngenxa yokutsha kwamadlelo nokwabangela ezinye igusha zife athe abuyekwe.
Read MoreAmafama emfuyo awekhala isijwili ngenxa yokutsha kwamadlelo nokwabangela ezinye igusha zife athe abuyekwe.
Read MoreIsebe leZekhaya (Home Affairs) likhuthaza abemi belizwe loMzantsi Afrika ukuba bafudukele kwizazisi eziluhlobo lweSmart Card njengoko zineempawu zokhuseleko.
Read MoreUMasipala waseStellenbosch uye wawandisa amalinge akhe ajolise kuluntu kwinqanaba lamazwe ngamazwe ngokutyikitya iMemorandam yokuQondana (MOU) kunye neSivumelwano seTwinning kunye neBhunga likaMasipala waseNansana eUganda.
Read MoreUrhulumente weNtshona Koloni namhlanje ubhiyozele uthweso-zidanga lwamagosa ezendlela ali-133 kwiKholeji yezoThutho eGene Louw eBrackenfell, nto leyo ephawula ukukhuthazwa okumandla kumalinge okhuseleko ezindleleni phambi kwexesha leziyunguma.
Read MoreNgokuhambelana neeNtsuku ezili-16 zaMazwe ngaMazwe zokuLwa ubuNdlobongela obuSekwe kwiSini, iSixeko saseKapa siququzelele ucweyo lweentsuku ezimbini olunenguqu olunesihloko esithi Fatherhood for the Future.
Read MoreUmqeqeshi weFC Tshabalala yaseGcuwa, uSimpiwe Siyongwana unethemba lokuba iqela lakhe lizakuphucula umngangatho walo kwisizini ka2024/2025.
Read MoreInkosi yelali yaseNyaniso (Mahlubi) eNgqushwa, uNosandi Mhlauli ukhuthaze umasipala wabo ukuba aqhubeke nokuphuhlisa impilo zoluntu ezilalini nasezidolophini.
Read MoreImbaleki yaseDutywa kwilali yaseGwadana uYanga Malusi obalekela iReal Gijimas athletic club yaseMonti uzakuqala ubom obutsha eNtshona Koloni kunyaka ozayo.
Read MoreKwiveki nje emva kokuba amapolisa efumene umzimba womfana oneminyaka engama-22, nowachazwa njengoMoegamant Dollie, kubanjwe umrhanelwa ongunina uShayhieda Dollie (51).Ingxelo yamapolisa ithi lo mzimba wafunyanwa kwindawo yaseMissionvale unamanxeba okudutyulwa entloko nasentanyeni.
Read MoreBekumbejembeje kwisikolo saseNjiveni, eLibode kwiveki esisuka kuyo. Kwesi sikolo bekusenziwa into ebiqaleka ngqa, ukuwongwa kwamalungu e-SGB angamashumi amane, kuquka nabo balandulelayo eli limagad’ahlabayo.
Read More