Ibhanki yasePosini yazisa intlawulo entsha engenamakhadi kwizibonelelo zoluntu
Kodwa inkxalabo ephakanyisiweyo malunga nokuba iPostbank iza kuzisingatha njani ezi ndlela zintsha zokuhlawula
Read MoreKodwa inkxalabo ephakanyisiweyo malunga nokuba iPostbank iza kuzisingatha njani ezi ndlela zintsha zokuhlawula
Read More11 May 2023 – Monwabisi Khininda KUQUMBU Amapolisa akuQumbu anqakule avalela amadoda ekudala efunwa ekusolakala ukuba ngawo aqhushumbisa iimoto ezihambisa
Read MoreUMphathiswa wamaPolisa kuZwelonke, uBheki Cele uthe kungekudala izakuphela into yokubulalana kwabantu kwindawo kwilali yaseMajola eSajonisi.
Read MoreUSodolophu womasipala waseNtabankulu kwingingqi yaseChris Hani, uTsileng Sobuthongo uthe umasipala ukwiphulo lokugcina idolophu yabo icocekile ukuze kubelula ukurhweba abatyali zimali nabakhenkethi.
Read MoreAmalungu ombutho we ANC kwi ofisi yase Ngcobo nephantsi kuka Thumeka Gaya nokwalilungu lePalamente bangenele ekuxhaseni osomashishini abasakhulayo ingakumbi abo bathengisa ezitalatweni.
Read MoreI-Arhente kaloliwe iqinisekisa amalungu ePalamente ukuba uMzila ophakathi eKapa uza kube usebenza ngokupheleleyo ngoDisemba
Read MoreUmbutho wepolitiki iAfrican Transformation Movement (ATM) uvakalise inkxalabo malunga nokulungiswa kwesikhululo seenqwelomoya saseBulembu ekutyholwa ukuba lo msebenzi uwonke uxabisa imali ekwi-R20 yezigidi ekhutshwe nguMongameli weUnited Arab Emirates (UAE) uSheik Mohammed Bin Zayed Al Nahyam.
Read MoreUmasipala uthi umgaqo-nkqubo wolwakhiwo lwezindlu kubahlali abahluphekayo basemaphandleni nasezifama “unesisa kunabanye oomasipala baseNtshona Koloni”
Read More