Kungekudala kuzakubakho inkonzo entsha yeebhasi eMakhaza eKhayelitsha
ICandelo loLawulo lokuHamba kweDolophu leSixeko saseKapa ligqibezela uyilo lweziko elitsha kraca lebhasi eMakhaza njengenxalenye yokuqaliswa kwenkonzo yeebhasi zeMyCiTi eziya kumetro-mazantsi-mpuma.
Read More