Kubhubhe abantu abathathu kwingozi yezithuthi
Intatheli: Monwabisi Khininda | Cofimvaba Kubhubhe abantu abathathu, abanye abalishumi elinesine bonzakala kwingozi embi ebandakanya itekisi kunye nePolo kuhola wendlela
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Cofimvaba Kubhubhe abantu abathathu, abanye abalishumi elinesine bonzakala kwingozi embi ebandakanya itekisi kunye nePolo kuhola wendlela
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Monti Umama wenkwenkwana eneshumi elinanye leminyaka ubudala edlwengulwe ngabasetyhini ababini kwindawo yaseEsinqaqu-nqawini eMonti uthi ufuna ubulungisa.
Read MoreMonwabisi Khininda | Ngqushwa Igama likaMluleki Makrwalana (62) lifakwe kuluhlu lwezidlwengu eMzantsi Afrika, emveni kokuba ethiwe nka-a ngodilikajele yiNkundla yeNqila
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Mpuma Kapa Amapolisa aseMpuma Kapa athe bhazalala ekhangela abasolwa kwityala lokubulawa kwabantu abathathu eNdevana, eZwelitsha kwiveki
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | East London (SA) Emini ngumama onesidima ofundisa abantwana bamabanga aphantsi kwisikolo iSinomonde Primary eMonti. NgeCawe useCaweni.
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | East London Ibutho looKhetshe eMonti linqakule lavalela igosa lesebe lezoThutho ephondweni ngesityholo sokusebenzisa isiqinisekiso sebanga leshumi
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Mzantsi Afrika Ingxowa-mali yomhlala phantsi (Government Employees Pension Fund) yenze isibhengezo sokurhoxisa imali ebingundaba-mlonyeni yabasebenzi bakwa
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda Ibutho looKhetshe (Hawks) eMonti libambisene namapolisa asePitoli abambe umrhanelwa ogama linguNkoketseng Koketso Pule (42) kutsha nje, ebanjwa
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Mdantsane Inqununu yesikolo samabanga aphakamileyo nesaziwa ngokuphumelela emagqabini kwiimviwo zikamatriki i-Ulwazi nezinze kwilokishi yaseMdantsane eMonti, kutyholwa
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Gqeberha Ibambela Mkomishinala wamapolisa eMpuma Kapa uMajor General Thandiswa Kupiso uphehlelele iphulo lokhuseleko ngelixesha lokuphela konyaka.
Read More