Amawakawaka abafundi bezikolo zamabanga aphakamileyo abangafakwanga ndawo
Abafundi bePhondo bayasokola ukufumana indawo yesikolo, kodwa iKZN neGauteng zithi azilunganga.
Read MoreAbafundi bePhondo bayasokola ukufumana indawo yesikolo, kodwa iKZN neGauteng zithi azilunganga.
Read MoreIlungu leKomiti kaSodolophu, u-Alderman JP Smith kunye noMphathiswa wezoThutho wePhondo bajoyine umsebenzi wothutho lwabafundi eMitchells Plain kwiveki ephelileyo ngoLwesine.
Read MoreIziphumo zika Greyidi 12 zaseMpuma Koloni ezisando kubhengezwa nguMphathiswa weMfundo esiSeko kuzwelonke, uAngie Motshekga nalapho iphondo ilifumene u81.4% wokuphumelela kwabafundi, zibonakalisa mhlophe ukuba kuse kuninzi okuhle okuzayo kweli phondo leengqele.
Read MoreUsodolophu womasipala waseNgqushwa uSanga Maneli ukhuthaze abafundi abangaphumelela uGreyidi 12 ukuba bangatyhafi kwaye bavuke bavuthulule baphinde esikolweni okanye baye kwiTVET Kholeji zeli.
Read MoreAbafundi besikolo samabanga aphezulu I Manzana  kwidolophu yase Ngcobo nabebesenza ibanga leshumi bathe bapasa ngo 94,4 wepesenti ntoleyo ebavuyise ngendlela engathethekiyo.
Read MoreAbahlali base Chefa hook phantsi komasipala I Dr Ab Xuma bebebambe uqhanqalazo bekhalazela inkonzo zika rhulumente ezingafikiyo kubo. Izandyondyo zemvula
Read MoreKwi mifanekiso engentla yinkitha yabafundi bezikolo ngezikolo zase Ntshona Koloni kwi ngingqi yesixeko sase Kapa kuquka ne Cape Winelands nalapho kubonakala Ihlumelo Junior Secondary School kunye neDesmond Tutu High School.
Read More30 EyeNkanga 2023 – 06 EyoMnga 2023 – Yonela Mpaka NGCOBO Isikolo samabanga aphantsi iThorha eNgcobo besibambe inkonzo yesikhumbuzo sabantwana
Read MoreInkundla isiguqulo isigwebo ngakuSibongile Mani (32) owafunyaniswa enetyala lokusebenzisa imali eyafakwa kwiakhawunti yakhe ngempazamo. UMani wafakelwa isizumbulu semali ekwi-R14 yezigidi.
Read MoreIsikolo samabanga aphezulu iNyanga eNgcobo samnkele ngezandla ezishushu Aphinda Ndoyiyana   nongumfundi ebeyomela isikolo kwelase Jameni kwimidlalo ibibanjiwe. Lena yintwazana eselula nefunda ibanga lesibhozo  negqwese kakhulu kumdlalo wamantombi nobonakale ngethuba kuqhuba imidlalo esikolweni.
Read More