Iimbokodo ezixelenga esikolweni
Intatheli: Ntsikelelo Jonga Kraaifontein – Apha sibona iimbokodo ezixelenga kwisikolo i-Ekuthuleni Primary School esiseBloekombos zinxibe ii’aprons’ ezenziwe kwayenye imbokodo enguLebo
Read MoreIntatheli: Ntsikelelo Jonga Kraaifontein – Apha sibona iimbokodo ezixelenga kwisikolo i-Ekuthuleni Primary School esiseBloekombos zinxibe ii’aprons’ ezenziwe kwayenye imbokodo enguLebo
Read MoreIntatheli: Anele Raziya UMphathiswa weSebe elijongene noPhuhliso loLuntu (Social development), uBukiwe Fanta uthe kubalulekile ukuba abantwana besikolo bayinikwe kangangoko inkxaso
Read MoreMary-Anne GontsanaBrief | Cape Town More than half of Cape Town’s Early Childhood Development centres are unregistered More than half of Cape
Read MoreIntatheli: Yonela Mpaka Ngcobo: Abafundi besikolo samabanga aphantsi i Sandile eNgcobo bathe banikwa izihlangu zesikolo nguZama Sandile osengumntu omtsha welali
Read MoreUSeptemba ngesiXhosa yinyanga yomSintsi, okanye eyomSintsi. Le yinyanga ekuthi ngayo umthi umsintsi (coral tree in English) udubule. Iintyatyambo zalo mthi
Read MoreSiyakubulisa Ntlakohlaza Umbhali: James Ranisi Jolobe. Intlakohlaza Ntlakohlaza siyakubulisa! Mvuseleli, sithi tyaph’ ufike. Luhl’ uhlaza olwambes’ umhlaba Neentyatyambo ezigqagqeleyo Ubulusiz
Read MoreUNomonde MaKheswa Makaula uza kudala umtsalane kwi-4th Funda Mpondo Literacy Festival.Le mibhiyozo izobanjelwa eLusikisiki Health Resource Centre ngomhla we-3-4 kuSeptemba
Read MoreUmasipala wase Dr Ab Xuma ububambe usuku lokulwa iziganeko zokubulalana kwamakhwenkwe nokungahambeli kwabo.Oku kwenzelwe kwisikolo saku Maqanda eNgcobo.Oku kuza emva
Read MoreKraaifontein NguNtsikelelo Jonga Kungomhla wama-20 kule yesiLimela, sibona abanye bootitshalakazi ngethuba sihambele kwisikolo esi. Kungexesha lakusasa ngethuba kusenziwa amalungiselelo wetheko eli.
Read MoreMTHATHAAbafundi beDyunivesithi iWalter Sisulu kwiziko eliseMthatha babhenele kuqhankqalazo emva kokungasiwaso kwesinyanzeliso sokuba uManelisi Mampane angayinikwa ibheyile. Inkundla kaMantyi eMthatha ngoLwesine
Read More