Owayeyititshala udubule wabulala iititshala ezintathu
Monwabisi Khininda | Ntabankulu Amapolisa aseMpuma Kapa aqinisekisile ukuba ititshala yesithathu ebisesibhedlele emva kokudutyulwa noogxa bayo iye yoyisakala yaswelekela kwisibhedlele
Read MoreMonwabisi Khininda | Ntabankulu Amapolisa aseMpuma Kapa aqinisekisile ukuba ititshala yesithathu ebisesibhedlele emva kokudutyulwa noogxa bayo iye yoyisakala yaswelekela kwisibhedlele
Read MoreMonwabisi Khininda | Mpuma Kapa Isebe lezeMfundo eMpuma Kapa ligunyazise izikolo zibamkele abafundi abawe phantsi kwiimviwe nabafuna ukuphinda benze ibakala
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda Isebe lezeMfundo eMpuma Kapa lirhoxise emsebenzini lowo ebeyiNqununu kwisikolo samabanga aphakamileyo iCofimvaba, uKhulile Qmata, ngezityholo zokudlwengula abafundi
Read MoreIntatheli: Ntsikelelo Jonga | Kraaifontein Ngomhla kusenziwa itheko lokunqwenelela abafundi bebakala le-12 okanye ibanga le-10, suncokole nomzali, umfundi kwakunye nemvumi
Read MoreIntatheli: Ntsikelelo Jonga | Kraaifontein Bekuluchulumanco, imincili novuyo obelubonakala lubhaliwe ebusweni benkitha yabantu ebebezimase lemisitho ngokwahlukahlukana kwayo nangokweentsuku zayo. Omnye ibingowokuwongwa
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda |Kraaifontein Today we celebrate Lukhanyo Nongavula, our shining star who won the Blue Ribbon Competition! Lukhanyo went above
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Kraaifontein On the 7th of November 2025 at EPS, parents and teachers hearts were filled with
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Dikeni (Alice) Ibhunga elilawula iYunivesithi yaseForte Hare likhathazekile ngumonakalo owenzeka ngexesha kuqhankqalaza abafundi kwiziko eliseDikeni (Alice)
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Mdantsane Inqununu yesikolo samabanga aphakamileyo nesaziwa ngokuphumelela emagqabini kwiimviwo zikamatriki i-Ulwazi nezinze kwilokishi yaseMdantsane eMonti, kutyholwa
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | KZN IiNkosi ziyagxekwa ngokuthumela, kwizikolo ezizimeleyo zabamhlophe (white private schools), abantwana bazo apho bafike baphulukane nenkcube
Read More