Baxhamle abafundi beziko eliphezulu
Abombutho we Young Communist League (YCL) ngamafuphi batyelele kwisikolo iKing Sabatha Dalindyebo kwidolophu yase Ngcobo ukuyonikeza ngokutya kubafundi abangathathintweni.
Read MoreAbombutho we Young Communist League (YCL) ngamafuphi batyelele kwisikolo iKing Sabatha Dalindyebo kwidolophu yase Ngcobo ukuyonikeza ngokutya kubafundi abangathathintweni.
Read MoreUSihlalo weGanda-Ganda Residents Forum eSajonisi, uJessie Willard ungqinile ukuba banelinye ithuba lokuncedisa abafundi bebakala likagrade 12,ukuba baphuculo iziphumo kwizifundo zezibalo.
Read MoreIsebe leZemidlalo uLonwabo uBugcisa neNkcubeko kwisithili sase-O.R Tambo linomgoza abantu bohlukane nomkhuba wokutshisa amathala eencwadi ngethuba logwayimbo lweenkonzo ezingundoqo.
Read MoreKukho iindlela ezahlukeneyo kodwa khumbula ukufaka isicelo kwangethuba kwivoti ekhethekileyo ukuba uyayifuna
Read MoreOwayefudula engumlawuli eFort Hare uThobeka Portia Heshula (68), unyana wakhe uNgcwengo Collin Uhurhu Heshula (44) nenkampani yakhe iHeshula Solution CC, bavela enkundleni yamatyala yaseDikeni bebhaxekwa izityholo zamatyala angamashumi amahlanu anesithathu.
Read MoreIZion Glory Foundation ibityelele kwisikolo samabanga aphantsi i-Thembeni nesizinze kwidolophu yase Ngcobo ukuyonikeza ngezihlangu kwakunye ne sanitory towels. Le foundation
Read MoreUmphathiswa wesebe leZophuhliso Loluntu umama uBukiwe Fanta ebetyelele kwisikolo samabanga aphantsi i-Rhasmeni phantsi komhlaba wase Nkondlo eyokunikeza ngempahla zesikolo kwakunye ne sanitary towels.
Read MoreAbafundi bePhondo bayasokola ukufumana indawo yesikolo, kodwa iKZN neGauteng zithi azilunganga.
Read MoreIlungu leKomiti kaSodolophu, u-Alderman JP Smith kunye noMphathiswa wezoThutho wePhondo bajoyine umsebenzi wothutho lwabafundi eMitchells Plain kwiveki ephelileyo ngoLwesine.
Read MoreIziphumo zika Greyidi 12 zaseMpuma Koloni ezisando kubhengezwa nguMphathiswa weMfundo esiSeko kuzwelonke, uAngie Motshekga nalapho iphondo ilifumene u81.4% wokuphumelela kwabafundi, zibonakalisa mhlophe ukuba kuse kuninzi okuhle okuzayo kweli phondo leengqele.
Read More