Abaphangi banana nasezikolweni eMthatha
29 EyeThupha (Aug) 2024 – 11 EyeMsintsi (Sept) 2024 Monwabisi Khininda Amapolisa athe atyalwa kwiphondo leMpuma Kapa ukuze alwe nemigulukudu
Read More29 EyeThupha (Aug) 2024 – 11 EyeMsintsi (Sept) 2024 Monwabisi Khininda Amapolisa athe atyalwa kwiphondo leMpuma Kapa ukuze alwe nemigulukudu
Read MoreNjengokuba ilizwe lisonga inyanga yamanina kule veki, umasipala waseMbhashe eDutywa ukhuthaza abantu abadala ukuba bahlale bezilolonga ukuze imizimba yabo ihlale idlamkile.
Read More29 EyeThupha (Aug) 2024 – 11 EyoMsintsi (Sept) 2024Â Anele Raziya Iqela laseNtabankulu kwingingqi yaseAlfred Nzo, iExecutive Ladies FC, iphoswe
Read MoreUMasipala waseMnquma eGcuwa ukhuthaza ulutsha ukuba luthabathe inxaxheba kwintlobo-ntlobo zemidlalo kwaye luhambele kude kwizinto ezifana neziyobisi.
Read MoreUKwakhanya Gwadiso ongumfundi waseHoly Cross High School eMthatha uphinde wenza adume ngazo kukhuphiswano lomculo lukazwelonke
Read MoreAbatye babhubhudla imali yomasipala wase-King Sabata Dalindyebo ngobuqhophololo bavele enkundleni yamatyala eMthatha kuleveki sisuka kuyo.
Read MoreAmapolisa ecandelo looKhetshe neqela le TRT (Tactical Response Team) eMpuma Kapa adubule abulala oonqevu abaxhomisa iimoto zemali aze abamba amadoda amane kuxhomiso obeluqhubeka eMacleantown ngoMvulo weveki ephelileyo.
Read MoreAmanye amanina aseMisgund phantsi komasipala iKoukamma eMpuma azibona engakhathalelwanga ngurhulumente.
Read MoreUmkhuba wokutshatyalaliswa kwezibane ngamaphara kuhola wendlela u-R61 enqumla eCorana, eGxulu eLibode kudala inkxwaleko nokukhathazeka kurhulumente wephondo neeNkosi zemveli.Phakathi kwedolophu yaseMthatha nelali iGxulu eLibode kulele uwaca phantsi kwizibane zika-SANRAL kwaye abahlali abaphuma sekuhlwile emisebenzini basengozini engathethekiyo.
Read MoreUmbutho wamanqindi eGcuwa, iMnquma Boxing Federation, uchulumancile yinkxaso athe gqolo ukuyifumana kumasipala waseMnquma kwinzame zawo zokuvuselela umdlalo wamanqindi kwilokishi nasezilalini.
Read More