Iqela laseGcuwa elidlala kwiHollywoodbets Super league
Iqela laseGcuwa elidlala kwiHollywoodbets Super league, Thunderbirds Ladies kulindeleke ukuba iqalise amalungiselelo wayo ukulungiselela isizini entsha.
Read MoreIqela laseGcuwa elidlala kwiHollywoodbets Super league, Thunderbirds Ladies kulindeleke ukuba iqalise amalungiselelo wayo ukulungiselela isizini entsha.
Read MoreIlungu leKomiti kaSodolophu, u-Alderman JP Smith kunye noMphathiswa wezoThutho wePhondo bajoyine umsebenzi wothutho lwabafundi eMitchells Plain kwiveki ephelileyo ngoLwesine.
Read MoreIziphumo zika Greyidi 12 zaseMpuma Koloni ezisando kubhengezwa nguMphathiswa weMfundo esiSeko kuzwelonke, uAngie Motshekga nalapho iphondo ilifumene u81.4% wokuphumelela kwabafundi, zibonakalisa mhlophe ukuba kuse kuninzi okuhle okuzayo kweli phondo leengqele.
Read MoreUsodolophu womasipala waseNgqushwa uSanga Maneli ukhuthaze abafundi abangaphumelela uGreyidi 12 ukuba bangatyhafi kwaye bavuke bavuthulule baphinde esikolweni okanye baye kwiTVET Kholeji zeli.
Read MoreIntsapho yakwaMarthinus yahlala kwithala leencwadi kangangenyanga emva kokugxothwa kwifama eyayihlala kuyo iminyaka engama-20.
Read MoreAbafundi besikolo samabanga aphezulu I Manzana  kwidolophu yase Ngcobo nabebesenza ibanga leshumi bathe bapasa ngo 94,4 wepesenti ntoleyo ebavuyise ngendlela engathethekiyo.
Read MoreAbahlali base Chefa hook phantsi komasipala I Dr Ab Xuma bebebambe uqhanqalazo bekhalazela inkonzo zika rhulumente ezingafikiyo kubo. Izandyondyo zemvula
Read MoreKwi mifanekiso engentla yinkitha yabafundi bezikolo ngezikolo zase Ntshona Koloni kwi ngingqi yesixeko sase Kapa kuquka ne Cape Winelands nalapho kubonakala Ihlumelo Junior Secondary School kunye neDesmond Tutu High School.
Read MoreIintsapho eziliqela zishiyeke zingenandawo yakufihla iintloko emva kokutshatyalaliswa yinkanyamba kwemizi yazo kwilali iZingonyameni eMt.Fletcher kutsha nje.Oku kuza emva kwesitshingitshane esinamandla
Read More