I-Ofisi yakwaSASSA ivula kwangethuba ukuze ijongane “nokuthontelana okuphezulu” kwabasebenzisi benkonzo
Umsebenzi wasekuhlaleni uthi ulala ngaphandle kweofisi ukuze akhusele abantu abadala okanye abakhubazekileyo indawo.
Read MoreLatest Tech News
Umsebenzi wasekuhlaleni uthi ulala ngaphandle kweofisi ukuze akhusele abantu abadala okanye abakhubazekileyo indawo.
Read MoreAmapolisa aphica umrhanelwa odlwengule waze waphanga inkondekazi eneminyaka engamashumi asixhenxe anesihlanu ubudala kwilali iMdletyeni eTsomo eMpuma Kapa
Read MoreIsebe leZemidlalo, uBugcisa neNkcubeko kwinjongo zalo zokugcina isiXhosa singemki nomsinga lixhasa ababhali ngokuthi libapapashele iincwadi ze lizinikezele kubabhali.
Read MoreUBongile Makhunga (32) wagwetyelwa ukubulala isithandwa sakhe, uphuma kwakhe ngengqawuza waphinda wabulala esinye.
Read MoreUqhankqalazo lwabahlali luzimise ngxii iinkonzo kwidolophu yaseXhorha,kutsha nje.Abahlali bebekhala ngemeko esebugxwayibeni yeendlela ezingahambekiyo kulaa mmandla.
Read MoreKubanjwe abantu abane ngezityholo zokonakalisa izisekelo zokuhambisa amanzi kwisithili iChris Hani eMpuma Kapa.
Read MoreAbenkolo yesiRasta Emalahleni eCacadu batyhola ngelithi amapolisa abaphethe mbengwana ebaxhaphaza.
Read MoreKulindeleke avele enkundleni yamatyala kuKomani kuleveki umrhanelwa oneminyaka engamashumi amahlanu anesihlanu ubudala kulandela ukunqakulwa kwakhe ezintsitheka ziziyobisi ngeCawa.
Read MoreAbahlali belali yaseJoe Slovo kwa-wadi 19 kumasipala Intsika Yethu bebevale iindlela bevutha ngumsindo besithi bafuna impendulo kumasipala malunga nokungade kulayitwe umbane,nanjengoko ingaphaya kwesixhenxe iminyaka bafakelwa iibhokisi kodwa akulayitwa.
Read More