Baphiwe ibhegi zokuphatha incwadi abantwana
UMasipala waseMbhashe eDutywa usaqhuba nephulo lakhe lokudlala indima ephambili kwicala lokuphuhlisa uluntu ingakumbi kwindawo yaseMbhashe.
Read MoreLatest Tech News
UMasipala waseMbhashe eDutywa usaqhuba nephulo lakhe lokudlala indima ephambili kwicala lokuphuhlisa uluntu ingakumbi kwindawo yaseMbhashe.
Read MoreAzikafunyanwa izijama nkungwini ezidubule zabulala ipolisa baze bonzakalisa amanye aliqela kuphango eBizana kwintsasa yangoLwesibini weveki esisuka kuyo.
Read MoreIsikhululo sosasazo sasekuhlaleni iUnitra Comminity Radio (UCR) FM sincumise sonwabisa abantu abadala nabaphila nezinye iimeko kwiziko i-Empilweni eMthatha kwiveki ephelileyo.
Read MoreUmasipala wase Emalahleni kwidolophu yase Ladyfrere uthe wabhiyozela usuku lokuzalwa kuka tata u Nelson Mandela phantsi komxholo othi makuliwe indlala kubuyiswe ubunye.
Read MoreAbalawuli benkampani yebhasi ezihamba imigama emide u-InterCape banyanzelisa ukuba amapolisa ayophendula epalamente ukuba kutheni engade eze neqhinga lokulwa ukuhlaselwa kwabakhweli nabasebenzi bale nkamapani.
Read More“Ngoku le ndawo sele icociwe siyabulela. Siza kuyiqwalasela kwaye sithintele ukulahlwa kwenkunkuma ngokungekho mthethweni.”
Read MoreUmasipala wase Dr AB Xuma utyelele kwisibhedlele sase All Saints uyonikeza ngempahla nezipho kwabo bebefumene abantwana ngosuku lokuzalwa kuka Tata uNelson Mandela.
Read MoreNgenxa yokohluleka kweANC ukuphumelela uvoto ngesininzi kuye kwanyanzelaka iseke urhulumente wobumbano (GNU) namanye amaqela yatsho yangamaqela alishumi ewonke azakulawula ngukubambisana kulo rhulumente wesixhenxe likhululekile ilizwe loMzantsi Afrika.
Read MoreAbalawuli bakwaRoad Accident Fund (RAF) bakhumbuza ulutsha ukuba luyiqwalasele lukwayithobela imithetho yendlela ngamaxesha onke.
Read MoreAbantu abadala belali yase bathe banikezwa ingubo ngabantu abatsha bombutho we African National Congress kwidolophu yase Ngcobo.
Read More