Abafana baseKapa bakhala ngokunganakwa kokubuyiswa kweziko lakwa ntu “Indoni”
Abafana bee lokishi zase Kapa nabaziwa kakhulu ngokulwisana nempatho gadala koo mama (GBV) bekwakumbutho iSISONKE bakhala ngelokuba abade bafumane nkxaso kwi phulo nesicela sabo sokuba kuyiswe isiko le Ndoni.
Read More