Batshelwe zizicheku abaphangi bemoto zemali
Abaranelwa abathathu bakuTsolo abanxulunyaniswa nophango lwezithuthi ezihambisa imali bavele emaplangeni kuTsolo ngpLwesihlanu.
Read MoreLatest Tech News
Abaranelwa abathathu bakuTsolo abanxulunyaniswa nophango lwezithuthi ezihambisa imali bavele emaplangeni kuTsolo ngpLwesihlanu.
Read MoreUNyaniso Nelani onguSodolophu womasipala iKing Sabata Dalindyebo uthi baceba ukusebenzisa oophephelana (drone) nomabonakude abagxila ndawonye (CCTV) ukuzama ukukhusela izitishi zombane kulo masipala.
Read MoreOngusompempe kwiPremier Soccer League uAkhona Makalima ekunye neqela lombhoxo laseNgqamakhwe, iNgculu Zebra bakwiphulo lokuphuhlisa imidlalo eNgqamakhwe nakwilali ezingqongileyo.
Read Moremisebenzi yalowo wayesukuba ngusomashishini owaziwayo eMbhashe nakweliphondo liphela, uDr Mthetheleli Ngumbela iyakuhlala ibonakala kwaye nabantwana kufuneka bayazi imbali yakhe njengoko ingumntu odlale indima enkulu ekuphuhliseni uluntu.
Read MoreNgabantu abatsha abangaphaya kwama600 eMnquma abaye basabela kwikhwelo elihlatywe ngamajoni weli lo Mzantsi, apho acele abo banqwenela ukusebenza kweli candelo baze ngaphambili bazokugcwalisa ifomu.
Read MoreBanikezwe  intonga zokuhamba kwakunye newheelchair abantu base Ngcobo abaphila nenkubazeko.
Read MoreUmasipala wase Dr AB Xuma unikezele ngendlu  yethutyana kumama u Alicia Nyandane welali yase Chefane Hook. Isimo sokuhlala sika mama u Nyandane besisibi kakhulu.
Read MoreUmasipala wase Dr AB Xuma ubize bonke oGqirha abasuka kuledolophu ukuzonceda abantu baseNgcobo phantsi kokubhiyozela inyanga yamalungelo abantu nokubhiyozela kweqgala lomzabalazo uDr A B Xuma ozalwa kwilali yakuManzana eli gqala lomzabalazo u Dr Xuma lithe lakhunjulwa ngokuthi kusiwe inkonzo zikarhulumente ebantwini.
Read MoreKukho iindlela ezahlukeneyo kodwa khumbula ukufaka isicelo kwangethuba kwivoti ekhethekileyo ukuba uyayifuna
Read MoreNangona i-TB inokuthintelwa kwaye iyanyangeka, bangaphezulu kwama-50,000 abantu ababulawa yiyo eMzantsi Afrika ngo-2022.
Read More