Angcwatyiwe amalungu amane akwaMpu
Abekwe ngesidima nesithozela amalungu amane osapho lakwaMpu kwa-ward 6 kumasipala Intsika Yethu.
Read MoreAbekwe ngesidima nesithozela amalungu amane osapho lakwaMpu kwa-ward 6 kumasipala Intsika Yethu.
Read MoreAbazali bayacelwa ukuba bathi xha ngokukhupha izimemo zomgidi ingekacaci imeko yomkhwetha ngoba oko kuye kudale uxinzelelo kumakhankatha esuthwini, kusetyenzwe ngokukhawuleza ngelithi kulungiselelwa olu suku lomgidi.
Read MoreNangona ucimi-cimi wombane (loadshedding) usanqunyanyisiwe kwilizwe lo Mzantsi Afrika, kodwa abahlali baseGcuwa, Mchubakazi, Zizamele Township, Msobomvu,Cuba, Bika kuquka nezinye indawo eMnquma bazibona belala ebumnyameni ngenxa yokumane kucima umbane.
Read MoreUmkhuba wokutshatyalaliswa kwezibane ngamaphara kuhola wendlela u-R61 enqumla eCorana, eGxulu eLibode kudala inkxwaleko nokukhathazeka kurhulumente wephondo neeNkosi zemveli.Phakathi kwedolophu yaseMthatha nelali iGxulu eLibode kulele uwaca phantsi kwizibane zika-SANRAL kwaye abahlali abaphuma sekuhlwile emisebenzini basengozini engathethekiyo.
Read MoreUmbutho wamanqindi eGcuwa, iMnquma Boxing Federation, uchulumancile yinkxaso athe gqolo ukuyifumana kumasipala waseMnquma kwinzame zawo zokuvuselela umdlalo wamanqindi kwilokishi nasezilalini.
Read MoreUnyathele okokuqala kumasipala i-Dr AB Xuma uMphathiswa wesebe lezemidlalo ubugcisa nenkcubeko uSibulele Ngongo kwitumente yamanqindi nebiqhuba okokuqala kwindawo yase Newrest phantsi kwe Stars Boxing Promotions ibambisene nenkampani eyenza umbane ebizwa SNR
Read MoreUkuchongwa kukaSenzo Mchunu njengoMphathiswa wamaPolisa kumkelwe ngomdla. Xa sicinga ukuba ixesha lakhe njengoMphathiswa weMicimbi yaManzi noGutyulo ligqalwa njengelilungileyo ngokubanzi, kukho ithemba.
Read More“Ngxe kumzi kaFaku” – uyaxolisa uPutco Mafani emva kokuthi amaMpondo awalazi isiko lolwaluko.
Read MoreThe second round of the Premier Leagues seems to come with surprises and pressure for top teams around its circles and these involve pressure for some top teams and determination in some which did not perform well.
Read MoreUMphathiswa wezombane, umnumzana Kgosientsho Ramokgopa uvakalise ukungonwabi kukunyuswa kwamaxabiso ombane nathi aza kubetha kabuhlungu ngakumbi kwabo basokolayo.
Read More