Izibhambathiso zeManyano zokulwa “ukubulawa” kwemisebenzi yePosi
Umbutho wabasebenzi bezonxibelelwano uthi iPosi kufanele ukuba idlale indima yophuhliso eMzantsi Afrika
Read MoreUmbutho wabasebenzi bezonxibelelwano uthi iPosi kufanele ukuba idlale indima yophuhliso eMzantsi Afrika
Read MoreI-Metrorail izakuqhuba kwakhona ekupheleni kukaFebruwari
Umzila waseStellenbosch kulindeleke ukuba uvulwe ekupheleni kukaFebruwari emva kweminyaka uvaliwe, ngokokutsho kweMetrorail.
Read More“Kwiminyaka embalwa edluleyo, ndilahlekelwe ziihagu zam ezisithoba kwezili-15. Ukubiwa kwezilwanyana apha kuxhaphakile, yaye xa imfuyo yakho ibiwe, akukho maninzi amathuba okuba ungaze uphinde uzifumane,” utsho uLwazi Evans, umfama oselula wasePhilippi.
Read MoreIsebe lezophuhliso lwamaphandle nemihlaba kwidolophu yase Ngcobo belibambe into ebizwa ngokuba yi Show day.
Read MoreInkonzo yama Tshetshi nezinze kwindawo yase All Saints ithe yamniela izixhobo zokuthunga ezinikezwe nguMasipala i-Dr Ab Xuma phantsi kwe ofisi ekhuthaza ukuba abantu bavuke bazenzele.
Read MoreUSodolophu woMasipala waseMbhashe eDutywa, uSamkelo Janda akawuvali umlomo yinkxaso abayifumeneyo kwisebe elijongene nokuphuhlisa amashishini amancinane.
Read MoreIsiXeko saseKapa kutsha nje siye safumana ulwazi ngobuqhophololo obutsha be-EPWP, obujikeleza kuWhatsapp (jonga umfanekiso ongezantsi), obubhekiselele ekugayweni kwabantu abaninzi kwi-EPWP ngo-2023. ithuba lomsebenzi kunye nesibonelelo senyanga phakathi kwe-R7 000 kunye ne-R20 000.
Read MoreMcDonald’s the world’s largest fast food restaurant chain, which is also a big brand in South Africa added another accolade to their fame as they have been highly praised in Philippi for their contribution in improving the school garden of Phakama Secondary School in Philippi East.
Read MoreAbahlali baseMbhashe abangaphaya kwamakhulu amane (400) kulindeleke ukuba bafumane amathuba weemisebenzi eDutywa kwaye noqoqosho lasekuhlaleni liphucuke nangakumbi.
Read MoreUSodolophu woMasipala waseNtabankulu kwingingqi yaseAlfred Nzo, uTsileng Sobuthongo ujonge phambili kwiphulo lokuqinisekisa ukuba abo baneprojekthi ekuhlaleni bafumana inkxaso abayidingayo.
Read More