Amanina agrogrisa ngokuthandazela isidlwengu
Isikhokhelo senkqubo yeNkciyo eMpuma Kapa sigrogrisa ngokumfundisa isifundo xa engakhutshwa ngebeheyile yinkundla otyholwa ngokudlwengula intombi yeNkciyo kwilali yaseNcise eMthatha.
Read MoreIsikhokhelo senkqubo yeNkciyo eMpuma Kapa sigrogrisa ngokumfundisa isifundo xa engakhutshwa ngebeheyile yinkundla otyholwa ngokudlwengula intombi yeNkciyo kwilali yaseNcise eMthatha.
Read MoreNgamanye amaxesha ukuya kwiklinikhi ukuya kufumana izinto zokucwangcisa kumantombazana akubiyonto elula nanjengoko kuye ngamanye amaxesha kuthethe ukungayi esikolweni okanye ukuhamba umgama omde ukuyofikelela kwiziko lempilo.
Read MoreAbathengisi zitalatweni kwidolophu yaseNgqushwa bafumene inyhweba yokunikwa indlwana zokuthengisela izinto zabo abazithengisayo ngumasipala wabo.
Read MoreUmdlali weYoung Stars FC yaseMchubakazi eGcuwa, uYolatha Cosa (17) ufumene inyhweba yeyokufunda mahala (scholarship) kwisikolo esaziwayo nesihlonitshwayo, iCenter of Excellence eMonti kunyaka ozayo.
Read MoreUmasipala waseMbhashe eDutywa ukhuthaza ulutsha ukuba lubeyinxalenye yeemidlalo kwaye luhambele kude kwinto edibene nokusebenzisa iziyobisi.
Read MoreUmasipala wase Dr AB Xuma uthe wanikeza ngematshini zokuthunga komama be Project ezahlukeneyo nabathungayo kwilali yase Gobhoti eNgcobo.
Read MoreUMphathiswa wesebe loPhuhliso Lwamashishini Akhasayo (Small Business Development) uStella Ndabeni-Abrahams, uGqirha Ellias Motsoaledi wesebe leZekhaya noSodolophu wase-KSD uNyaniso Nelani bavule imarike yakwaNtozonke eMthatha ngoLwesine.
Read More08 kuTshazimpuzi (Apr) 2024 – Monwabisi Khininda Kusuku lwangoLwesine engumhla waMalungelo oLuntu (Human Rights Day) iziko elikhathalela abantwana abangenabazali iHumana
Read Moremisebenzi yalowo wayesukuba ngusomashishini owaziwayo eMbhashe nakweliphondo liphela, uDr Mthetheleli Ngumbela iyakuhlala ibonakala kwaye nabantwana kufuneka bayazi imbali yakhe njengoko ingumntu odlale indima enkulu ekuphuhliseni uluntu.
Read MoreBanikezwe  intonga zokuhamba kwakunye newheelchair abantu base Ngcobo abaphila nenkubazeko.
Read More