Kubhubhe ishumi elinesibhozo kwingozi emasikizi
Kusweleke ishumi elinesibhozo labakhweli kuhola wendlela u-N3 eVan Reenem Pass emva kokuntlithana kwesigadla nekhombi ebisuka kuQumbu eMpuma Kapa, ngoLwesibini weveki ephelileyo.
Read MoreKusweleke ishumi elinesibhozo labakhweli kuhola wendlela u-N3 eVan Reenem Pass emva kokuntlithana kwesigadla nekhombi ebisuka kuQumbu eMpuma Kapa, ngoLwesibini weveki ephelileyo.
Read MoreAmapolisa kwisithili sase-O.R Tambo anqakule amadoda amabini ngokubandakanyeka kwiziganeko zokubulawa kwamaqabane awo. Oku kwenzeke kwiziganeko ezibini ezahlukeneyo. I
Read MoreUBukiwe Fanta onguMphathiswa wesebe leZophuhliso loLuntu umemelela ukuba itshutshiswe inkwenkwe ekhuleliswe intombazana eneshumi elinesibini leminyaka ubudala.
Read Moreaqabele ngaphaya kwamakhulu amabini abantu abatshabe kwiingozi zendlela ngexesha leziyunguma zokuphela konyaka.
Read Moresapho lakwaNtyoyi kwilali yakuCwebhe,eXhorha, luphelelwe ngamacebo ngenxa yokuhlaselwa ngumlilo ekungaziwayo nokuva uvela ngaphi.
Read MoreUrhulumente weNtshona Koloni namhlanje ubhiyozele uthweso-zidanga lwamagosa ezendlela ali-133 kwiKholeji yezoThutho eGene Louw eBrackenfell, nto leyo ephawula ukukhuthazwa okumandla kumalinge okhuseleko ezindleleni phambi kwexesha leziyunguma.
Read MoreKwiveki nje emva kokuba amapolisa efumene umzimba womfana oneminyaka engama-22, nowachazwa njengoMoegamant Dollie, kubanjwe umrhanelwa ongunina uShayhieda Dollie (51).Ingxelo yamapolisa ithi lo mzimba wafunyanwa kwindawo yaseMissionvale unamanxeba okudutyulwa entloko nasentanyeni.
Read MoreKuqengqeleka iiveki kungekevakali nomkhondo wabantwana abane abalahleka kwilali yaseMadamini eNtabankulu. Aba bantwana balahleka ngomhla we-10 Novemba 2024 ngenstimbi yeshumi elinanye.
Read MoreAbaqhubi bezithuthi abangayihloniphiyo imithetho yeezendlela yeli bazakugangagana neembila zithutha eMnquma ngeezintsuku zeholide zika disemba.
Read MoreKwilali yakuMente kuGatyane kubulewe usibonda welali kunye nabantakwabo abathathu. Kuvakala ukuba usibonda lo kunye nabantakwabo bebehamba ngemoto eluhlobo lwe-Toyota Cross besingise edolophini.
Read More