Banqwenelelwe iholide ezintle eNgcobo
Umasipala wase Dr Ab Xuma uthe wabamba iphulo likafika uphila(Arrive Alive) neliqhutyelwe kwindlela u R6. Eli phulo lixhobise wonke umntu
Read MoreUmasipala wase Dr Ab Xuma uthe wabamba iphulo likafika uphila(Arrive Alive) neliqhutyelwe kwindlela u R6. Eli phulo lixhobise wonke umntu
Read MoreU-Juma Igiranieza wabethwa ngomhla wesi-7 kuNovemba ngamapolisa awayegqogqa kwindawo yakhe yokusebenza.
Read MoreNgeli xesha uluntu lufumana iinkonzo zokulinda iiyure ezingama-24 kunye neyunithi ehambayo.
Read MoreUphando lweMedical Research Council lujonge ukuba kutheni na umyinge wamashumi asibhozo anesixhenxe ekhulwini (87%) abantu ababulawa eMzantsi Afrika bengamadoda
Read MorePhakathi kwamabango kukuba amapolisa aseCape Winelands aqeqeshwe ngendlela yokusingatha ngokufanelekileyo amatyala e-GBV
Read MoreUmasipala wase Dr Ab Xuma uthe waphehlelela ngokusesikweni iphulo lokuthi phantsi ngokuhlukumezwa komama kwakunye nabantwana kwilali yase Zadungeni Engcobo.
Read More“Kwiminyaka embalwa edluleyo, ndilahlekelwe ziihagu zam ezisithoba kwezili-15. Ukubiwa kwezilwanyana apha kuxhaphakile, yaye xa imfuyo yakho ibiwe, akukho maninzi amathuba okuba ungaze uphinde uzifumane,” utsho uLwazi Evans, umfama oselula wasePhilippi.
Read More30 EyeNkanga 2023 – 06 EyoMnga 2023 – Yonela Mpaka NGCOBO Isikolo samabanga aphantsi iThorha eNgcobo besibambe inkonzo yesikhumbuzo sabantwana
Read MoreUSodolophu womasipala waseMnquma eGcuwa, uTunyiswa Manxila-Nkamisa uhlabe ikhwelo kumadoda ukuba akhusele amanina kwaye anqande abo bathe gqolo ukuwadlwengula.
Read MoreAbazali base Mdantsane baphantsi konxunguphalo olukhulu emva kokudutyulwa kubulawe abantwana abathathu besikolo abafunda uGrade 12 bengabezikolo iMzomhle High School ne Buchule High School kwa NU1 kwiveki ephelileyo.
Read More