Mpox eMzantsi Afrika: nantsi into esiyaziyo
Amanqanaba ophuhliso lwezilonda zempox. Iifoto nguGqr O.O. Afuye 15 Septemba 2019, urhulumente wase-UK nge-Wikipedia. (Vula iLayisenisi kaRhulumente)
Read MoreAmanqanaba ophuhliso lwezilonda zempox. Iifoto nguGqr O.O. Afuye 15 Septemba 2019, urhulumente wase-UK nge-Wikipedia. (Vula iLayisenisi kaRhulumente)
Read MoreIsebe lezeMpilo kwiphondo leMpuma Kapa likuqinisekisile ukuba lizifumene iingxelo ngeenyoka kwisibhedlele iDr. Malizo Mpehle kuTsolo, yaye lizimisele ukujongana nazo ngqo ukuze kukhuseleke ooGqirha, aBongikazi, abasebenzi kunye nezigulane.
Read MoreIsebe lezeMpilo kwiphondo leMpuma Kapa likuqinisekisile ukuba lizifumene iingxelo ngeenyoka kwisibhedlele iDr. Malizo Mpehle kuTsolo, yaye lizimisele ukujongana nazo ngqo ukuze kukhuseleke ooGqirha, aBongikazi, abasebenzi kunye nezigulane.
Read MoreBasebenza ngoloyiko ooGqirha aBongikazi nabasebenzi kwisibhedlele iDr. Malizo Mpehle kuTsolo kwiphondo leMpuma Kapa. Oku kulandela ukumane kubonwa iinyoka ezinobuhlungu zidakasa phakathi kwabantu nakwiwadi zezigulana.
Read MoreNgamanye amaxesha ukuya kwiklinikhi ukuya kufumana izinto zokucwangcisa kumantombazana akubiyonto elula nanjengoko kuye ngamanye amaxesha kuthethe ukungayi esikolweni okanye ukuhamba umgama omde ukuyofikelela kwiziko lempilo.
Read MoreUmasipala wase Dr AB Xuma ubize bonke oGqirha abasuka kuledolophu ukuzonceda abantu baseNgcobo phantsi kokubhiyozela inyanga yamalungelo abantu nokubhiyozela kweqgala lomzabalazo uDr A B Xuma ozalwa kwilali yakuManzana eli gqala lomzabalazo u Dr Xuma lithe lakhunjulwa ngokuthi kusiwe inkonzo zikarhulumente ebantwini.
Read MoreNangona i-TB inokuthintelwa kwaye iyanyangeka, bangaphezulu kwama-50,000 abantu ababulawa yiyo eMzantsi Afrika ngo-2022.
Read MoreAmayeza ee-antiretroviral abe yimpumelelo, kodwa umsebenzi ongakumbi uyafuneka ukuze kufikelelwe usukelo lweZizwe Ezimanyeneyo UMzantsi Afrika uneenkqubo ezithile ezilawulwa ngurhulumente ezisebenza
Read MoreAbahlali abangaphaya kwekhulu abaphuma kwiilokishi ezininzi zaseKapa babambe umngcelele besiya kwindlu yowiso-mthetho eNtshona Koloni ngoLwesibini befuna ukwakhiwa kwesibhedlele esitsha eGugulethu.
Read Moremafama aphantsi koMasipala I-Dr Ab Xuma athe ayonikeza ngemifuno kwakunye nemphahla kwisibhedlele sase All Saints.
Read More