Mlungisi Zondi the Survivor of HIV and AIDS.
Reporter: Ntsikelelo Jonga To everyone living with HIV like Me, You’re Awesome, You’re Beautiful, You’re Handsome, You’re Worthy, You’re Wonderful,
Read MoreReporter: Ntsikelelo Jonga To everyone living with HIV like Me, You’re Awesome, You’re Beautiful, You’re Handsome, You’re Worthy, You’re Wonderful,
Read MoreKraaifontein/Bloekombos Le ndlela ixesha elide kakhulu ibiyingxaki ingakumbi kubanini bezithuthi nanjengoko iyindlela ekunyanzeleka ukuba kusetyenziswe yona xa ungena eBloekombos usuka
Read MoreIsebe lezeMpilo kwiphondo leMpuma Kapa lidize ukuba ngoMgqibelo umhla weshumi elinanye kweyoMqungu, 2025, kwisithuba sentsimbi yeshumi elinanye kuye kwaqweqwediswa inqwelo yezigulane eluhlobo lweveni, eMthatha.
Read MoreUMasipala waseDrakenstein uphinde waqinisekisa ukuzinikela kwakhe ekulweni nokulahlwa kwenkunkuma ngokungekho mthethweni kwindawo yakhe, equka iPaarl, iWellington, iMbekweni, iGouda, iSaron, iHermon, neSimondium eNtshona Koloni.
Read MoreUkurhweba ngolwaluko, ukunikwa kwabakhwetha amanzi,nokuvinjwa kwamayeza ezigulo ezinganyangekiyo (Chronic medication) kuphakathi koonozala bokusweleka kwabakhwetha abasibhozo kwiphondo leMpuma Kapa ukusukela ukuqala kolwaluko lwasehlotyeni kwinyanga ephelileyo.
Read MoreNjengoko ihlabathi liqwalasela uSuku lwaMazwe ngaMazwe lwaBantu abaKhubazekileyo (IDPD), uMasipala wesiThili saseCape Winelands (CWDM) ubonakalisa ukuzinikela kwakhe okungagungqiyo ekukhuthazeni ubandakanyo nofikelelo jikelele kumntu wonke.
Read MoreUSodolophu wasePort St. Johns uCebisa Mazuza unyanzelisa ukufumana iimpendulo kumagosa karhulumente emva kokuba abahlali baseMajola begcadwe yingqatsini yelanga kungekho ndawo yakuqhubela umsitho weWorld Aids Day ngoLwesihlanu.
Read MoreMaxa wambi ukuzala umntwana onenkubazeko kuza nemiceli mingeni kubazali efana nokucekiswa komntwana ekhayeni nasekuhlaleni.
Read MoreUMongameli Cyril Ramaphosa ugunyazise i-SIU (Special Investigative Unit) ukuba iqhube uphando lwezenzo zobuqhophololo kwinkonzo yokunikezela ngamanzi kwisithili i-O.R Tambo.
Read MoreUphando olwenziwa kumantombazana kwizikolo ezili-18 kwilizwe lonke lufumanise ukuba ngaphezu kwe-80% awanandlela yokufikelela rhoqo kwii-sanitary towels. Oku kufunyanisiweyo kuthiwe thaca yi-I_Menstruate Movement ekusungulweni koMboniso wase-Exesheni ngobusuku bangoLwesihlanu.
Read More