Endaweni yokuba baye esikolweni, aba bantwana kufuneka bafole ukuze bafumane amanzi
Ukulibaziseka kweminyaka emithandathu kwiprojekthi yamanzi kushiya abahlali baseKomani besomile
Read MoreUkulibaziseka kweminyaka emithandathu kwiprojekthi yamanzi kushiya abahlali baseKomani besomile
Read MoreAbahlali baseKhoisan eKnoflokskraal bavale uhola wendlela uN2 eGrabouw ngengqushu evuthayo ngentseni yangoLwesithathu.
Read MoreUsihlalo wekomiti yesebe uBridget Masango uthi amagosa afunyenwe enetyala lobuqhophololo okanye ekuziphatheni kakubi kufuneka agwetywe
Read MoreNjengoko zivulwa izikolo nabafundi bebuyela kwiinkqubo zabo zokufunda, isiXeko saseKapa siphinde saphinda ikhwelo laso kubaqhubi bezithuthi zabafundi ukuba babeke phambili ukuthotyelwa kwemigaqo.
Read MoreUmrhanelwa wesibhozo kubarhanelwa abanxulunyaniswa nendyikityha yokubulawa kwabantu abalishumi elinesibhozo kwilali yaseNgobozana eLusikisiki ngomhla we-28 kwinyanga yoMsintsi kunyaka ophelileyo uvele enkundleni yamatyala kwiveki ephelileyo.
Read MoreIsebe leZempilo eMpuma Kapa livakalise umothuko nenkxalabo emva kokuva udaba lwentombazana eneshumi elinambini leminyaka, ezalele kwiziko leMpilo kuKomani kwisithili iChris Hani, eMpuma Kapa.
Read MoreAsiginyeki asinambitheki kwaye siyothusa kubahlali baseMthatha isibhilivana nesiqwempana sencwadi ebhalwe ngumbutho wonotekisi (Mthatha Taxi Owners Association).
Read MoreOwaziwa ngesiduko sakhe uNxuba nokwangumalusi wemfuyo kwindawo yaseMgqumo, eDalindyebo kwawadi 20 utyholwa ngokudlwengula isidumbu.
Read MoreOtyholwa ngokudubula abulale iqela labantu kuQumbu uthathe idabi lakhe lesicelo sebheyile walisa kwinkundla yamatyala ephakamileyo eMthatha.
Read More