Kubhubhe ishumi elinesibhozo kwingozi emasikizi
Kusweleke ishumi elinesibhozo labakhweli kuhola wendlela u-N3 eVan Reenem Pass emva kokuntlithana kwesigadla nekhombi ebisuka kuQumbu eMpuma Kapa, ngoLwesibini weveki ephelileyo.
Read MoreKusweleke ishumi elinesibhozo labakhweli kuhola wendlela u-N3 eVan Reenem Pass emva kokuntlithana kwesigadla nekhombi ebisuka kuQumbu eMpuma Kapa, ngoLwesibini weveki ephelileyo.
Read MoreIzulu lidume ladlula nabantu ababini kwasinda abantwana ababini kwilali yakuNomcamba eNgqeleni.
Read MoreAmapolisa kwisithili sase-O.R Tambo anqakule amadoda amabini ngokubandakanyeka kwiziganeko zokubulawa kwamaqabane awo. Oku kwenzeke kwiziganeko ezibini ezahlukeneyo. I
Read MoreUBukiwe Fanta onguMphathiswa wesebe leZophuhliso loLuntu umemelela ukuba itshutshiswe inkwenkwe ekhuleliswe intombazana eneshumi elinesibini leminyaka ubudala.
Read Moreaqabele ngaphaya kwamakhulu amabini abantu abatshabe kwiingozi zendlela ngexesha leziyunguma zokuphela konyaka.
Read MoreIsebe lezeMfundo phantsi komasipala iChris Hani lithe labhiyozela iziphumo zabafundi bebanga leshumi nabathe beza no 83 pesenti. Le mibhiyozo iqale kwidolophu yase Cofimvaba ukuzoma eNgcobo imoto zingumngcelele.
Read MoreAmafama emfuyo awekhala isijwili ngenxa yokutsha kwamadlelo nokwabangela ezinye igusha zife athe abuyekwe.
Read MoreIsebe leZekhaya (Home Affairs) likhuthaza abemi belizwe loMzantsi Afrika ukuba bafudukele kwizazisi eziluhlobo lweSmart Card njengoko zineempawu zokhuseleko.
Read MoreUMasipala waseStellenbosch uye wawandisa amalinge akhe ajolise kuluntu kwinqanaba lamazwe ngamazwe ngokutyikitya iMemorandam yokuQondana (MOU) kunye neSivumelwano seTwinning kunye neBhunga likaMasipala waseNansana eUganda.
Read MoreUrhulumente weNtshona Koloni namhlanje ubhiyozele uthweso-zidanga lwamagosa ezendlela ali-133 kwiKholeji yezoThutho eGene Louw eBrackenfell, nto leyo ephawula ukukhuthazwa okumandla kumalinge okhuseleko ezindleleni phambi kwexesha leziyunguma.
Read More