Akakafunyanwa uKhayakazi owalahlekayo
12 EyeDwarha 2023 – Monwabisi Khininda MQANDULI Sekuzinyanga engasabonakali uKhyakazi Siyo (32) kwikhaya lakhe, nto leyo edandathekisa iimiphefumlo yosapho lwakhe
Read MoreLatest Tech News
12 EyeDwarha 2023 – Monwabisi Khininda MQANDULI Sekuzinyanga engasabonakali uKhyakazi Siyo (32) kwikhaya lakhe, nto leyo edandathekisa iimiphefumlo yosapho lwakhe
Read MoreUSihlalo kazwelonke we-ANC uGwede Mantashe ubalule inkxalabo ngemeko yeli lizwe, eyibiza ngokuba yinkululeko engenzi nto. UMantashe ukuthethe oku ngethuba lo mbutho kwiphondo leMpuma Kapa ubuphonononga umqulu weithembiso wonyaka ka-2019 kumasipala ombaxa weBuffalo City eMonti ngoMgqibelo.
Read More12 EyeDwarha 2023 – Anele Raziya MPUMA KOLONI UMphathiswa ojongene neeMicimbi yeeNkosi eMpuma Koloni, uZolile Williams uhlabe ikhwelo kwiinkosi zaseMnquma
Read MoreAbahlali base Naledi apha eSoweto bavutha “Bhee” ngumsindo kwaye bamemelela okokuba zivalwe iispaza shops zabemi bamazwe angaphandle. Lo ibe ngumvuka emveni kokusweleka kwabantwana ababini nekuthiwa baye batya ibiscuit ezthengwe kwezi venkile.
Read MoreUmnikazi wendawo yentselo uphakathi kwabarhanelwa abane ababanjelwe ukubulala abantu ababini eBhityi ngoMgqibelo weveki esiphuma kuyo.
Read MoreIqela elibizwa iManzana heritage initiative nelizinze kwidolophu yase Ngcobo phantsi komasipala wase Dr Ab Xuma lithe laqokelela bonke abantu abadala abaneminyaka engaphezulu kwamashumi amahlanu labenzela isidlo.
Read More12 EyeDwarha 2023 – Yonela Mpaka NGCOBO Umasipala wase Dr Ab Xuma ubambe okokuqala into ebizwa State of ward address
Read MoreNjengokuba zindlangile iziganeko zokubulalana koonoTeksi kwiphondo laseMpuma Koloni, uMphathiswa weSebe leZothutho noKhuseleko Loluntu, uXolile Nqatha ukhangela isisombululo sale ngxaki.
Read MoreI-mascot entsha yaseKapa yokuchasa inkunkuma, iBingo, ingena kweli phulo njengenxalenye yephulo lonyaka elithi #SpringCleanCT lonyaka ka-2023. Ilungu leKomiti kaSodolophu kuLawulo lweNkunkuma yaseziDolophini, u-Alderman Grant Twigg, uzibandakanye neBingo kwiThala leeNcwadi laseDelft ngoLwesihlanu, umhla wesi-6 kweyeDwarha ngowama-2023. ukusasaza umyalezo.
Read MoreUmasipala waseNyandeni uvakalise umothuko kukusweleka kukaKahnsele uMcebisi Mthobela obenguSomlomo kulo masipala. uMthobela uchazwe njengentsika yesikhokhelo somasipala waseNyandeni nebizinikezele ekukhonzeni uluntu.
Read More