Litshe laphela ikhaya ngenxa ka Vutha
Bashiyeke bengenakhaya abosapho lakwa Zalingqele kwilali yase Qulunqu eNgcobo emva komlilo oqgugqise kwizindlu zonke.
Read MoreLatest Tech News
Bashiyeke bengenakhaya abosapho lakwa Zalingqele kwilali yase Qulunqu eNgcobo emva komlilo oqgugqise kwizindlu zonke.
Read More24 August 2023 – Monwabisi Khininda EMTHATHA Abafundi baseWalter Sisulu University kwiziko eliseNelson Mandela Drive, eMthatha, ngoLwesihlanu balunqumamisile uqhankqalazo. Ngokwengxelo
Read MoreIsebe leeNkonzo zeZithuthi zesiXeko, uNyanzeliso lo kunye neSebe lamaPolisa kumasipala ophantsi kwamandla abo-267 laza lakhupha lakhupha imali engu-69 774 ngenxa yomzi-mthetho wetyala kwivekiveki.
Read MoreAbahlolokazi nabasebenzi abasinda kwindyikityha yokufa yaseMarikana, ngoLwesithathu bagaleleke eKoppie apho kwadutyulwa kwabulawa abasebenzi –mgodini abangama-34 ngonyaka wama-2012.
Read MoreInkundla yamatyala eMaluti ibathe nkaa ngesigwebo sobomi, umntu emnye,emva kokuba befunyaniswe benetyala lokubulala indoda yommangalelwa wokuqala.
Read MoreUMphathiswa wesebe lezeMfundo kwiphondo leMpuma Kapa uFundile Gade unikezele ngokusesikweni ngezindlu zangasese ezikudidi oluphezulu kwisikolo samabanga aphantsi iMarhubeni Senior Primary nakwezinye izikolo.
Read MoreUmphathiswa wesebe lezeMfundo uFundile Gade utyelele kwisikolo samabanga aphezulu iNyanga eNgcobo ezokuwonga abafundi ababini abebengenele inkomfa eyenziwa ngobuxhakaxhaka nebiqhubela eJemeni.
Read MoreNjengokuba kusondele ixesha lokuba abafundi bakaGreyidi 12 bachophele imviwo zabo zokuphela konyaka, umasipala waseNgqushwa, iSebe lezeMfundo, iidyunivesithi ezifana neRhodes, Walter Sisulu, Fort Hare nezinye namaziko ezoqeqesho baye basindleka umsitho wokuxhobisa abafundi ngamakhona abanokuwalandela xa bephumelele ibanga leshumi.
Read MoreUmasipala wesithili seAmathole ukwiphulo lokuvuselela iiForums ekuhlaleni ezizakuncedisana norhulumente ukugada abo bonakalisa iimimbombo ehambisa amanzi eluntwini.
Read MoreUmbutho wamanqindi ojongene neembethi manqindi ezisakhasayo, iMnquma Amateur Boxing Federation, izimisele ukusasa ulutsha kwiziyobisi notywala ngokuthi ivuselele umdlalo wamanqindi eGcuwa nakwezinye iindawo.
Read More