Akasekho uMfundisi Vakalisa
Umsasazi wenkqubo yeZokholo kwisikhululo esiphantsi kwe-SABC, uMhlobo Wenene, uMfundisi uNomonde Vakalisa usweleke kuLwesithathu weveki ephelileyo, emva kwengulo ende.
Read MoreUmsasazi wenkqubo yeZokholo kwisikhululo esiphantsi kwe-SABC, uMhlobo Wenene, uMfundisi uNomonde Vakalisa usweleke kuLwesithathu weveki ephelileyo, emva kwengulo ende.
Read MoreUBishop Zamile Diko (40) uphumelele iwonga lesine leBest Gospel Maskhandi Artist kwi Old Mutual 11th INGOMA ePolokwane.
Read MoreUmasipala wase Dr Ab Xuma uthe waphehlelela ngokusesikweni iphulo lokuthi phantsi ngokuhlukumezwa komama kwakunye nabantwana kwilali yase Zadungeni Engcobo.
Read MoreUkuba kunjalo thumela imifanekiso yebandla ngoWhatsApp kuba asikwazi ukufikelela kuzozonke iindawo: 0712123675 / 0842639105
Read MoreBekubanjwe umthandazo kwindlela yase Nkobongo eXonya phantsi komasipala iDr AB Xuma. Lo mthandazo ubuqhutywa ngabefundisi abenkolo ka Ntu kuquka nabo benkolo ezahlukeneyo.
Read MoreAmawisile aku Bhojane edolophini eNgcobo abhiyozele usuku lwamanina ngokwenza ifun walk. Ukubangomama base Wisile abasoloko benxibe isinxibo sabo kubakhuthazile kakhulu oku bakwenzileyo.
Read More