News
IYALUNGISWA INDLELA EBIYINGXAKI IXESHA ELIDE
Kraaifontein/Bloekombos Le ndlela ixesha elide kakhulu ibiyingxaki ingakumbi kubanini bezithuthi nanjengoko iyindlela ekunyanzeleka ukuba kusetyenziswe yona xa ungena eBloekombos usuka
UQIKELELO LWEPROPATHIYINTONIEKUFUNEKA UYAZI
Bonke abanini-mihlaba eMzantsi Afrika kufuneka ngokusemthethweni bahlawule irhafu yepropathi esekelwe kuqingqo-maxabiso lweepropati zabo. Le nkqubo, egunyaziswe ngumthetho, isebenza kuzwelonke kwaye
BABONELELWE NGEMIGQOMO YENNKUMA EMITSHA EKRAAIFONTEIN.
NgeCawe umhla we-09/3/2025, abahlali bakuWard 101 bafumene isibonelelo semigqomo emitsha nebiziswe ngqo kubo sisiXeko seKapa phantsi kwecandelo leSolid Waste Management.
Sports
47th Cape Town Cycle Tour a Resounding Success
(Cape Town, 9 March 2025) Close to 28 000 entrants took to the streets of Cape Town for the 47th Cape Town Cycle
WATCH | U-ANATHI DYANTYI (18) OTYUNJELWE UKUYA KUDLALA ESPAIN
U-Anathi Dyantyi yintwazana eneminyaka eyi-18, uhlala eBloekombos, Kraaifontein uthe watyunjwa ukuya kudlala kumdlalo webhola ekhatywayo phantsi kwe Akhademi i-B.T mdlalo
Iqela iNgqamakhwe City FC igxeleshe ubuya nodumo kwimidlalo
Iqela lakuCentane iKentane United FC inyukele ngasentla kwindawo yokuqala kuluhlu lwamaqela alishumi elinesibini (12) nakhuphisana kwinqanaba i-Amathole Hollywoodbets Regional league
Business
URHULUMENTEUZOXHASA ULUTSHAOLUKWEZOSHISHINO
Urhulumente wephondo leMpuma Kapa ufake isixa-mali esikwi-R169 yezigidi kwiphulo lokuxhasa amashishini wabantu abatsha, i-Isiqalo Youth Fund. INkulumbuso yephondo uOscar Mabuyane
UMABUYANE UTHEMBISA NGOKUHLUMISA UQOQOSHO
MPUMA KAPA UOscar Mabuyane oyiNkulumbuso yephondo leMpuma Kapa uthi uqoqosho oluqwalelayo kweli phondo libenomthelela wokuhohloka kwezisekelo ezingundoqo. UMabuyane ukuthethe oku
Umasipala wesithili i-Amathole ukhangele icebo lokhawulelana nemimbombo ehambisa amanzi engqambukileyo kwindawo ezifana naseMnquma, Ngqushwa, Raymond Mhlaba kunye naseGreat Kei.Â
Umasipala wesithili i-Amathole ukhangele icebo lokhawulelana nemimbombo ehambisa amanzi engqambukileyo kwindawo ezifana naseMnquma, Ngqushwa, Raymond Mhlaba kunye naseGreat Kei. Kwiveki
Agriculture
Amafama wendawo yaseTyeni
USodolophu woMasipala waseNgqushwa, uSanga Maneli uncome amafana angaphantsi kwalo masipala malunga nendima ebalulekileyo ayidlalayo ekuncediseni ukhulisa uqoqosho ekuhlaleni kunye nokugxotha
‘Besilimele kakhulu singamafama egushaÂ
Amafama emfuyo awekhala isijwili ngenxa yokutsha kwamadlelo nokwabangela ezinye igusha zife athe abuyekwe.
Besilimele Kakhulu Singamafama Egusha
Amafama emfuyo awekhala isijwili ngenxa yokutsha kwamadlelo, nto leyo ebangele ukuba ezinye igusha zife, athe abuyekwe. La mafama azinze kwilali
Community
KUKHUTHAZWA UKUGCINWA KWEENDAWO ZICOCEKILE
Aphume iphulo ama”volunteer” lokufundisa uluntu malunga nokugcina iindawo zicocekile. Oku kunqanda izifo ezinokuvela ngenxa yobumdaka obubangelwa kukulahlwa kwenkunkuma kwindawo ezingakufanelanga
Bazokwakhelwa izindlu eNgqushwa
Ngu Anele Raziya Abahlali belali eziquka eyaseHamburg, eGcinisa, eyaseMpekweni eNgqushwa kulindeleke ukuba bokhelwe izindlu ungaphelanga lonyaka umiyo. Oku kudizwe nguSodolophu
KUZOPHANDWA UKUBHUBHA KWAMAKHULU ABAKHWETHA
UMphathiswa wesebe loRhulumento ngoBambiswano neMicimbi yeMveli kuzwelonke, uVelenkosini Hlabisa, uthi isebe lakhe lizobhalela licela uMongameli uCyril Ramaphosa asungule ikomishoni ezophanda
Arts & Culture
Rising Artist Willeeka Gasment from Blekombos, Kraaifontein
By Ntsikelelo Jonga. Her name is Willeeka Gasment from Blekombos, Kraaifontein. She’s at her young age has submitted her life
USodolophu waseMbhashe: Usebenzise Imbali yeMfazwe ka-1987 Ukuphuhlisa Uluntu
USodolophu waseMbhashe uSamkelo Janda uthe nangona imbali yemfazwe eyenzeka kwindawo yaseLurhwayizo ngo1987 phakathi kwamajoni woMkhonto weSizwe norhulumente welo xesha ibalulekile
Isebe leDSRAC lixhasa ababhali besiXhosa
Isebe leZemidlalo, uBugcisa neNkcubeko kwinjongo zalo zokugcina isiXhosa singemki nomsinga lixhasa ababhali ngokuthi libapapashele iincwadi ze lizinikezele kubabhali.
Entertainment
‘Sithi Huntshu kuBethusile
UBethusile Mcinga noyimvumi esandukuphumelela iNdebe (AWARD) kwingoma yayo ethi ‘Ngena Noah ityelele kwisikolo samabanga aphezulu iNyanga iyothetha nabafundi besikolo esi. Indumasi eyenziwe yilemvumi yase Mthatha ishiye wonke umntu ekhuthazekile.