ABAHLALI BASEKAPA BAFUNGE BAGOMELA BESITHI AZIYI NDAWO IISPAZA SHOPS ZABEMI BANGAPHANDLE
KAPA Kanye emveni kokuba kuye kwavakala okokuba abombutho u Operation Dudula sele bengene kwi ndawo ezithile apha eNtshona Koloni ukutshuthisa
Read MoreKAPA Kanye emveni kokuba kuye kwavakala okokuba abombutho u Operation Dudula sele bengene kwi ndawo ezithile apha eNtshona Koloni ukutshuthisa
Read MoreGUGULETU Abahlali base Section 3 apha ingakumbi kummandla wezitalato iNY148, 149 kunye NY 147 bavakalise okokuba bona bazibone sele bephantsi
Read MoreIn Mbekweni, a place where strength and purpose come together, Mama Mirriam Toni’s story is one of resilience, grace, and
Read MoreNjengoko ubusika busendleleni, kubalulekile ukuba siqinisekise ukuba imisele yethu yamanzi ococekileyo eDrakenstein icacile njengoko ukuvala kunokubangela izikhukhula. Umasipala wase-Drakenstein ubongoza
Read MoreYintatheli yeKhwezi Basinde ngokulambisa abantwana abahlala bodwa kwikhaya elingenamntu umdala kwilali yakwaZulu ,eLusikisiki.Abantwana abazelwe ngo-2005,2009 no2010 abaswelekelwa ngabazali bashiyeka bengenamncedi
Read MoreYintatheli yeKhwezi Ligqithiselwe kwinkundla yaseRhini eMakhanda ityala lokubulawa kukaAnita Gigaba owadlwengulwa waze wabulawa umzimba wakhe watshiswa ngokungenalusini.Eli tyala liqale kwinkundla
Read MoreYintatheli yeKhwezi Isebe leZothutho eMpuma Kapa,lihlaba ikhwelo kwizihlobo zamaxhoba abandakanyeke kwingozi emasikizi eyenzeke eQonce kwihambo ebisingise eKapa ngoMgqibelo weveki edluleyo,ukuba
Read MoreYintatheli yeKhwezi “Eli lixesha lomgwebo”Babhalile abantu kumakhasi onxibelelwano bengqinelana ngokuba sikwixesha lesiphelo.Baphawule ngelithi icawe yindawo ehloniphekileyo.Oku kulandela ukuphangwa kwamarhamente ngoonqevu
Read MoreYintatheli yeKhwezi Uphume etshaya uNokuzola Mvimbi welali yakwaHala eCacadu,eMalahleni.UMvimbi ebejamelene netyala lokubetha ngenjongo zokonzakalisa indoda erhanelwa ngokudlwengula umntwana wakhe ophila
Read MoreYintatheli yeKhwezi Ipolisa laseKei Mount elifunyenwe linetyala lokudlwengula ummangali ngomnyaka wama-2022 ligwetywe iminyaka engamashumi amabini lithothoza emjiva.Ligwetywe kwinkundla yaseMonti.Eli polisa
Read More