Isizini yolwaluko
Usekela mphathiswa kwisebe elijongene neemicimbi yeeNkosi, uZolile Burns-Ncamashe uhlabe ikhwelo kubazali, amakhankatha neengcibi ukuba basebenzisane ngelixesha lolwaluko langoJuni.
Read MoreUsekela mphathiswa kwisebe elijongene neemicimbi yeeNkosi, uZolile Burns-Ncamashe uhlabe ikhwelo kubazali, amakhankatha neengcibi ukuba basebenzisane ngelixesha lolwaluko langoJuni.
Read MoreLiphinde lemiswa Ityala lenina elityholwa ngokudlwengula umfana oneminyaka engama 25 emveni kokubonwa bekunye kwi tavern ephaya kwi lokishi iLehuretse apha kwi ndawo eyeyisakwaziwa njenge Bophuthatswana ngaphambile.
Read MoreInenekazi laseNcora kwidolophu yaseCofimvaba kwiphondo leMpuma Kapa, lizisindise ngokuthi indoda ebizama ukulidlwengula liyixhakamfule ngobudoda, yasothula esofelweyo,emveni kokuphuncuka kwayo apho yababeleka abasicatyana ingasafuni naleyo ibiyinyanzelisa na kakade.
Read MoreINkulumbuso yephondo leMpuma Kapa uOscar Mabuyane uyaziphika iingxelo zokuba wabhalisela izifundo zemfundo enomsila kwiDyunivesithi yakwaNokholeji ngomgunyathi.
Read MoreUKhululekani Justice Ngqeza (36) nobesaziwa njengesidlwengu sakuFacebook eGqeberha, ude wagwetywa ubomi bakhe bonke ethothoza kwezibandayo izisele.
Read MoreUshiyeke ebambe ongezantsi umlomo uMphathiswa wamapolisa kuzwelonke uBheki Cele ngethuba exelelwa ukuba ipolisa elisebenza kwicandelo lezobuntlola eMthatha lilo elikhwezela impalalo gazi yaseMajola ePort St.Johns.
Read MoreIzitshovutshovu, oophuma-silwe nezigilamkhuba zaseMthatha nebezixhobe zife amacala, zivuke ngonyezi ngoLwesithathu, ngelilungiselela ukuxhomisa isithuthi semali.
Read MoreISebe leZothutho eMpuma Kapa lifikelele kwisigqibo sokuba liyivale indlela eyiLangeni Pass kwindlela engu-R412 edibanisa uMthatha nedolophu yaseUgie, ngenxa yokhuseleko emva kokonakaliseka kwendlela ngenxa yemvula emandla kwiveki ephelileyo.
Read MoreIMakhaphetshwini ekuhola wendlela u-N2 nephezu komlambo iNcambedlana engumda phakathi koMthatha neLibode eSibangweni,idume kakubi njengendawo yeengozi ezimasikizi zenqwelomafutha.
Read MoreLiphinde labanjwa kwakhona ibanjwa lokugqibela kwamabini abaleke kwiziko loluleko kwidolophu yaseNgqeleni ngoLwesine weveki engaphaya kwephelileyo
Read More