UGade kumbhali waseXhorha
UMphathiswa wezeMfundo eMpuma Koloni, uFundile Gade neSebe lakhe bazimisele ukwenza ngako konke abanako ukuxhasa ababhali beencwadi abasakhulayo.
Read MoreUMphathiswa wezeMfundo eMpuma Koloni, uFundile Gade neSebe lakhe bazimisele ukwenza ngako konke abanako ukuxhasa ababhali beencwadi abasakhulayo.
Read MoreAbahlali baseNtabankulu kwingingqi yaseChris Hani abawuvali umlomo yinkxaso abathe gqolo ukuyifumana kumasipala wabo.
Read MoreNjengokuba amashishini amancinane aye athwaxeka kanobom ngenxa yeCovid-19 kwinyanga ezidlulileyo, umasipala waseMnquma, iSebe elijongene noKhuliswa kwezoQoqosho nezoKhenketho ephondweni kunye nequmrhu elibizwa Eastern Cape Development Corporation (ECDC), bakwiphulo lokuhlangula lamashishini ukuba abuyele kwisimo sawo sangaphambili.
Read MoreAbahlali belali yaku Tsazo eNgcobo bothuthukile sisithwakumbe sokudlwengulwa kwentwazana eselula iphindelelwa ngumalume wayo. Abahlali belali bafuna umrhanelwa angayinikwa ibheyile.
Read MoreUMasipala wesithili iAmathole ukhuphe isilumkiso kwaye ubongozo uluntu lwaseMnquma naseMbhashe ukuba bohlukane nento yokuzama ukuwela kwimilambo neebhulurho xa kunetha iimvula ezinkulu.
Read MoreKuvulwe ityala lokutshisa kwisikhululo samapolisa saseMthatha kuleveki emva kokuqhambuka komlilo kwiKomkhlu leNkosi uMaxhwele eZimbane ngaphandle kwedolophu yaseMthatha.
Read MoreUMasipala wesithili seAmathole uvakalise ukuba uzimisele ukwenza ngako konke okusemandleni ukuphucula inkonzo eziya eluntwini kunyaka ka2023/24.
Read MoreUmlilo othe gqolo ugqugqisa kwidolophu yaseMaxesibeni ebisawukwaziwa ngokuba yiMt. Ayliff, ushiya imibuzo emininzi engaphendulekiyo;ikwaveza nezimemelelo ezisuka kubahlali baladolophu, bekhala ngelithi mabaphume baphele abaphambukeli (o-my friend) kuba ngabo abagqiba le dolophu.
Read MoreInkolo ka Ntu iphehlelele ngokusesikweni indawo ebizwa Isivivane phantsi kwegama lomfana owathi wasweleka uNdumiso Ngqisha. Esisivivane sizinze kwindawo yase Cobosi e Ngcobo.
Read Moresemthethweni! Umasipala waseDrakenstein sesona sixeko sikwinqanaba eliphezulu eNtshona Koloni kwaye uphume kwindawo yesibini kuMasipala oBalaseleyo kumawonga okuGqwesa kweNkonzo kaRhulumente wePhondo yesi-8.
Read More