Iinkonzo zokhuselo lwabantwana ziphakamisa isilumkiso malunga nokusilela kwenkxaso-mali
Inkxaso-mali yeenkqubo zokukhusela abantwana eNtshona Koloni ayihambelani nesantya sokunyuka kwamaxabiso.
Read MoreLatest Tech News
Inkxaso-mali yeenkqubo zokukhusela abantwana eNtshona Koloni ayihambelani nesantya sokunyuka kwamaxabiso.
Read MoreUMkomishinala wamaPolisa eMpuma Kapa uLuietenant General Nomthetheli Mene uvakalise ukothuka nokudandatheka komphefumlo sisenzo esimasikizi sokudutyulwa kubulawe abantu abahlanu kwindlela enguhola u-N2 kufuphi nesiphambuka esingena kwidolophu yakuTsolo.
Read More15 ISilimela 2023 – Anele Raziya Dikeni UMphathiswa we Sebe lezoThutho, iiNdlela nezoKhuselo eMpuma Koloni uXolile Nqatha uvakalise ukuba babekele
Read MoreUkubulawa kwabantu kuphinde kwaxhaphaka kwindawo le emva kokuba bekubulewe umama ngomnye umama ngengxabano engunobenani. Amadoda amane ajongene netyala lokubulala umfana oselula nabebemtyhola ngokuba izinto kwindawo ebizwa kwa Ndevu.
Read MoreAmashishini asakhulayo eGcuwa aphinde afumana inyhweba yokufumana inkxaso kwelinye isebe lika rhulumente emveni kokuba kwiveki ezimbalwa ezidlulileyo isebe elijongene noKhuliswa kwezoQoqosho nezoKhenketho ephondweni bekunye nequmrhu, Eastern Cape Development Corporation (ECDC) baye baxhasa amashishini wokuthanga iimpahla ngeematshini zokuthunga namalaphu.
Read More Isicwangciso se-Ofisi yabaThengi yeSixeko sokulungela ukucinywa kombane sisendleleni yaye ii-Ofisi zabaThengi ezingama-22 ezifakelwe umbane wombane ngexesha lokucinywa kuka-Eskom.
Read More15 ISilimela 2023 – Monwabisi Khininda Mpuma Koloni AmaPolisa aphehlelele iphulo lokukhangela ababulali abadubule babulala oonotekisi ababini eSlovo Park eMthatha
Read MoreLikwimeko ezinzileyo esibhedlele iPolisa elikwinqanaba lobuSajini elidutyulwe ngamadoda axhobileyo ngethuba kuxhonyiswa iposi kwidolophu yaseNgqeleni ngoLwesithathu weveki esisuka kuyo.
Read MoreAmaPolisa aseMpuma Kapa acela uluntu luwancedise ekusombululeni amatyala amane okubulala emva kokufunyanwa kwemizimba emine kwiintsuku ezimbini ezahlukeneyo eMthatha.
Read More