Kuphandwa ukubulawa komfundi ngamapolisa
Amapolisa aseMpuma Kapa avule ityala ukuze kuqhutywe uphando emva kokudutyulwa kubulawe inkwenkwe eneshumi elinesibhozo leminyaka ubudala eNorth Crest eMthatha kwiveki ephelileyo.
Read MoreLatest Tech News
Amapolisa aseMpuma Kapa avule ityala ukuze kuqhutywe uphando emva kokudutyulwa kubulawe inkwenkwe eneshumi elinesibhozo leminyaka ubudala eNorth Crest eMthatha kwiveki ephelileyo.
Read MoreNangona lilide ixesha abahlali becela urhulumente wephondo ukuba afake izibane ezide (flood lights) kulelali ukunqanda ukudlwengulwa nokubulawa kwabantu kodwa loo nto isafana nje nokuzikhisa imifino etheni.
Read MoreAmacandelo amapolisa amabini iJoe Gqabi Tactical Response Team kunye necandelo elilwa ukuphangwa kwezithuthi eziphatha imali (CIT) abambe indoda eneminyaka engamashumi amane ubudala afumana imipu engombayimbayi, umkhono wekati kunye neembumbulu kwilali yaseMdlankomo kuQumbu, kutsha nje
Read MoreBasamangazekile abantu baseNqanqarhu sisimanga sedonki enobundlobongela nehamba igrenya abantu.
Read MoreUmasipala wase Dr AB Xuma uthe waqhuba iphulo lokungena kumashishini ase Dolophini ingakumbi lawo abizwa ispaza  ukuqinisekisa ukuba abathengisi kutya kudala.
Read MoreOsomashishini abasakhulayo kwingingqi yase Chris Hani phantsi komasipala iDr AB Xuma bathe banikezwa izixhobo zokusebenza kwakunye nemali kwabo baqhuba amashishini adibanisa nobuxhakaxhaka.
Read MoreUlutsha lakuGatyane kwaWadi 25 neendawo ezingqongileyo sokuze liphinde lusokolo xa linqwenela ukusindleka itumente yezemidlalo enemdilalo entlobo-ntlobo.Â
Read MoreUMphathiswa ojongene noPhuhliso lwamaphandle eMpuma Koloni, uNonceba Kontsiwe uqhubela phambili nephulo eliqinisekisa ukuba amafama asakhulayo ezilalini ayayifumana inkxaso ayidingayo.
Read MoreIkamva lolutsha likwezemidlalo kunye nasesikolweni kwaye lonto idinga ubethelelwa kwabo basakhulayo ingakumbi abo bahlala kwindawo ezisemaphandleni.
Read MoreIlizwe lo Mzantsi Afrika linqabele ngaphaya kweentsuku ezingamakhulu amabini (200 days) ngaphandle kokuphazamiseka ngucimi-cimi wombane (loadshedding) kwaye lonto iyabachulumancisa abemi beli.
Read More