Bakhala ngobusela bemfuyo obugabadeleyo kuQumbu
Abafuyi belali yaseTshikitsha eKatkop kufutshane naseNqanqarhu (Maclear) babongoza urhulumente ukuba angenelele ancedise ekulweni ulwebiyo lwemfuyo oluthathe unyawo kulo mmandla.
Read MoreLatest Tech News
Abafuyi belali yaseTshikitsha eKatkop kufutshane naseNqanqarhu (Maclear) babongoza urhulumente ukuba angenelele ancedise ekulweni ulwebiyo lwemfuyo oluthathe unyawo kulo mmandla.
Read MoreAmapolisa oMzantsi Afrika acela ukhangeliswa umrhanelwa ekukholeleka ukuba uyachaphazeleka kwisihelegu sokubulawa kwabantu abalishumi elinesibhozo eNgobozana eLusikisiki.
Read MoreAmadoda kumhlaba wamaMpondo eFlagstaff adikwe yeyokosa afikelele kwisigqibo sokufundisa ngobudoda kulomadoda abudoda bawo bunemihlisela, ekungabalulwa abo babulalayo, izidlwengu, nabaxhaphaza abasetyhini kunye nabantwana njalo, njalo.
Read MoreUkunyathelela phezulu kwamapolisa kukhokhelele ekubeni kubanjwe abarhanelwa ababini abanxulunyaniswa nokuphanga kwishishini elithile kwidolophu yaseLibode kwintsasa yangoMgqibelo.
Read MoreUsapho lukaNkosi uNogcinile Mtirara (71) odutyulwe wabulawa kwinyanga ephelileyo komkhulu eMqhekezweni eBityi, ngaseMthatha luchaze isizathu esingunozala wokubulawa kwakhe.
Read MoreIpolisa elikwinqanaba leSajini ebelingekho semsebenzini lidutyulwe ngamanye amapolisa lwangcol’ungele.Ingxelo zithi eli polisa belisebenza kwisikhululo samapolisa saseMadeira kwidolophu yaseMthatha.
Read MoreAbahlali kwilali yaseNtshingeni neNkosi bebephelekwe ngamapolisa xeshikweni beqhuba ugqogqa kwiivenkile zabemi bangaphandle ezikulommandla waseNtshingeni phantsi komasipala Intsika Yethu.
Read MoreUbanjwe ngamapolisa umqhubi wesigadla esibandakanyeka kwingozi ayasuba imiphefumlo yabantu abasixhenxe, kwalimala abasibhozo kumajiko-jiko entaba yaseMthentu ngaseMthatha, kutsha nje.
Read MoreUMzukisi Ndamase oneminyaka engamashumi amane anesithandathu ubudala uvele kwinkundla kaMantyi eLusikisiki kutsha nje.
Read More