Abanjiwe amadoda amane awabulala abantu eLusikisiki
Ukuvezwa kweembuso, kumakhasi onxibelelwano, zamadoda amane abefunwa ngamapolisa mayela netyala lokubulawa kwabantu abalishumi elinesibhozo eNgobozana eLusikisiki kuwancedile amapolisa ukuze babanjwe bobane abasolwa.
Read More