Valashiya uphinde wafumana iwonga
Ngu Anele Raziya Intwazana yaseMount Fletcher, uZizipho Valashiya (21) uthe gqolo ukuzenzela imbali kwibhola ekhatywayo kwiphondo laseMpuma Koloni. Kulandela emva
Read MoreNgu Anele Raziya Intwazana yaseMount Fletcher, uZizipho Valashiya (21) uthe gqolo ukuzenzela imbali kwibhola ekhatywayo kwiphondo laseMpuma Koloni. Kulandela emva
Read MoreNgu Anele Raziya Umsunguli weNozulu Youth Legacy Cup, Luxolo Matikinca ukhuthaza abaqeqeshi abasakhulayo ukuba benze kangangoko benako uqinisekisa ukuba bafumana incwadi zokuqeqesha
Read MoreIbingamayeyeye ekhatshwa yimivuyo nokugcolotha kweentliziyo, kuyimincili nolonwabo obeluzibonakalela ebusweni babazali, iintsapho kwakunye nabantu basekuhlaleni ngethuba kusamkelwa iqela labadlali bakweliPhondo leNtshonakoloni.
Read MoreNgu Anele Raziya Ulutsha kwilali yaseQwaninga kuGatyane, eMbhashe lizimisele ukulwa nazo naziphina izenzo ezihambiselana nubundlobongela ekuhlaleni kwaye luncedise nakwicala lokuphuhlisa kwezemidlalo. Kutsha
Read MoreNgu Anele Raziya Kulandela emva kokuba i-Executive Ladies FC ekhokelwa nguMnu Mawethu Nama njengo sihlalo, ityikitye umdlali omtsha obesuka kwiRoyal AM yaseKwaZulu
Read MoreNgu Anele Raziya Oku kuza emva kokuba i-Executive Ladies igqugqise amaqela kwitumente yebhola ekhatywayo ibisindlekwe ngosuku lolutsha (June 16) kumabala wedolophu yaseNtabanklu.
Read MoreNgu Anele Raziya Amalungiselelo weliqela aza emva kokuba umbutho webhola ekhatywayo, i’South African Football Association (SAFA)’ ide yabhengeza umhla wokuqala
Read MoreOku kuvele ngexesha uMphathiswa weli Sebe, uSibulele Ngongo ebezimase imidlalo yamagqibela kankqoyi yendebe kaSodolophu waseMbhashe (Mayor’s Cup) kwibala lakuGatyana ngempelaveki
Read MoreKraaifontein NguNtsikelelo Jonga Basawubambile umdlalo wamanqindi abakwangabantu abatsha, abafana namantombi. Oku kuthethwe kwaye kungqinwe ngabangamalungu weKraaifontein Boxing Club. Abo ngu-Lukhangela
Read MoreNgu Anele Raziya – Oko kuqale inyanga uMeyi, ulutsha lwaseMbhashe luye laqokelelwa lanikwa ithuba lokuba likhuphisane kwimidlalo entlobo-ntlobo efana nebhola ekhatywayo, ibhola yomnyazi
Read More