Amaqela ebola adlala kwiSasol league.
Ngu Anele Raziya Amaqela aseMpuma Koloni adlala kwiSasol league asaqhubeka namalunguselelo esizini yawo entsha nangona engekayazi ukuba iza kuqala nini.
Read MoreNgu Anele Raziya Amaqela aseMpuma Koloni adlala kwiSasol league asaqhubeka namalunguselelo esizini yawo entsha nangona engekayazi ukuba iza kuqala nini.
Read MoreNgu Anele Raziya Owaziwayo kwezemidlalo eGcuwa nakwiMpuma Koloni iphela, uBanzi “Bro Ace” Siyongwana uncome igalelo le tumente yabaneminyaka engaphantsi kweshumi elinesixhenxe (U/17)
Read MoreNgu Anele Raziya Umfundi wesikolo samabanga aphezulu, iNdabankulu Senior Secondary School kuNdabakazi, uLinamandla Mpama akawuvali umlomo luncumo emva kokuba ethe
Read MoreIntatheli: Ntsikelelo Jonga UNonzwakazi (Coach Nzwakie), owazalelwa eDutywa eMpuma Koloni kwaye ngoku uhlala eNtshona Koloni ngenxa yomsebenzi, uthi iingxaki ezininzi
Read MoreEmva kokuba ibethe yagqugqisa onke amaqela ebikhuphisana nawo kwindebe ebizwa U/17 Nozulu Youth Legacy Cup ebidlalelwa ukuqala ngoLwesihlanu uyokuma ngeCawe.
Read MoreAza kuvuselelwa amanqindi kwingingqi yaseMbhashe ngalo Mgqibelo siya kuye kwaye kulindeleke ukuba noqoqosho lwale ngingqi lufunquke njengoko kuza kubakhona nendwendwe
Read MoreNgu Anele Raziya Amaqela alishumi elinesithandathu (16) adlala kwi Eastern Cape Sasol league aphantsi phezulu elungiselela ukuqala kwesizini entsha ngaphambi kokuba kuphele
Read MoreLona ngu Owam madikane umdlali we Bhola ekhatywayo kwisi xeko esi mbaxa e Zwelitsha kwi dolophu yase Qonce, U Owam
Read More(Cape Town, 9 March 2025) Close to 28 000 entrants took to the streets of Cape Town for the 47th Cape Town Cycle
Read MoreU-Anathi Dyantyi yintwazana eneminyaka eyi-18, uhlala eBloekombos, Kraaifontein uthe watyunjwa ukuya kudlala kumdlalo webhola ekhatywayo phantsi kwe Akhademi i-B.T mdlalo
Read More