News
AmaHlubi awakwamkeli ukugruzulwa kukaNatal
Monwabisi Khininda | KwaZulu-Natal Isizwe samaHlubi esikhokhelwe nguNkosi Langalibalele 11 sikholelwa ukuba uNatal kuKwaZulu-Natal luphawu lonxulumano lwephondo nesizwe samaPutukezi (Portuguese )
Amagama amatsha eedolophu zeMpuma Kapa
Monwabisi Khininda | Mpuma Koloni Urhulumente wephondo leMpuma Kapa ebembisene nesebe leZemidlalo uBugcisa neNkcubeko norhulumente kaZwelonke ubhengeze amagama amatsha wedolophu
Ziyabanjwa iingcibi zomgunyathi
Monwabisi Khininda | Mpuma Koloni Kwiveki nje ezimbini livuliwe ixesha lolwaluko iikomiti zezithili zither bhazalala ukuqinisekisa ukhuseleko lwabakhwetha. UMphathiswa wesebe
Sports
Amaqela amancinci alungiselela iMqanduli League 2026
Anele Raziya |Gcuwa Umbutho webhola ekhatywayo eGcuwa, iMnquma Local Football Association (Mnquma LFA) ubambisene neNozulu Youth Legacy Cup bathe bayaqala
R300 000 cheque for sport development.
By: Staff Reporter | Stellenbosch Last week, the Western Cape Department of Cultural Affairs & Sport visited Stellenbosch to hand
Business
I’Ngxabane Burial Society’ ibibambe umsitho wokuvala unyaka
Intatheli: Ntsikelelo Jonga | Kraaifontein/Denova Apha sibona amanye wamalungu ombutho i’Ngxabane Burial Society’ ngethuba ebambe umsitho wokuvala unyaka eKraaifontein kwiholo
‘Ndandithengisa esitalatweni kodwa ndiyindoda
Intatheli: Yonela Mpaka | Ngcobo Uwongwe ngemoto umfana oselula wase Ngcobo u Xolile Madywathi.Inkampani yamayeza ithe yanikeza ngemoto ku Xolile
UMphathiswa ukhalima ukuhlaselwa kweebhasi
Intatheli: Monwabisi Khininda UMphathiswa wesebe lezoThuto eMpuma Kapa uXolile Nqatha uwukhalimele umkhwa wokuhlaselwa kweebhasi zikawonke-wonke zikaAfrica’s Best 350 LTD (AB
Agriculture
“Ulutsha luyakhuthazwa ukuba luthathe inxaxheba kwezolimo eMbhashe”
Intatheli: Anele Raziya Amafama waseMbhashe akwiphulo lokurhweba ulutsha ngobuninzi ukuba lubeyinxalenye nawo kwimisebenzi yokufuya nokulima. La mafama anoluvo lokuba xa
UMphathiswa uNonkqubela Pieters unikeze ngeenkomo
Intatheli: Anele Raziya| Gatyane Amafama welali yaseLubhelu kuGatyane anephupha lokhulisa ishishini lawo ade afikelele kwinqanaba lokuthengisela ivenkile ezinkulu zenyama iinkomo
Drakenstein Boosts Farmer Support for Smarter, Better and Purpose-Driven Agriculture
By: Staff Reporter Wellington – Drakenstein Municipality has reaffirmed its commitment to helping farmers thrive through smarter, more efficient and purpose-driven
Community
Kukhangelwa nangaphantsi kwezicithi indoda ebulele ebithandana naye.
Intatheli: Ntsikelelo Jonga|Kraaifontein Iyafunwa ngamapolisa indoda yomSuthu ebulele intombi ebithandana nayo yaze yayingcwaba etyotyombeni eKraaifontein eKapa. Abahlali base Kraaifontein kumatyotyombe
KUHLASELWE KWABULAWA IPOLISA LAKWA-LAW ENFORCEMENT EPHILIPPI EKAPA
Intatheli: Ntsikelelo Jonga|Philippi Kuhlaselwe kwahlatywa kwabulawa ngokungenalusini ipolisa lakwa Law Enforcement. Oku kwenzeke kwindawo yaseMarikana, ePhilippi namhlanje. Ngokwengxelo kuvakala okokuba
Kraaifontein Child Welfare SA celebrated heritage month
By: Ntsikelelo Jonga|Kraaifontein
Arts & Culture
UKumkani Zwelibanzi utyelele kwaSirayeli
Monwabisi Khininda | Mzantsi Afrika UKumkani Buyelekhaya Zwelibanzi Dalindyebo wabaThembu wamkelwe nguMphathiswa wesebe leZangaphandle kutyelelo lwaseburhulumenteni kwilizwe lakwaSirayeli. Olutyelele injongo
Ziyabanjwa iingcibi zomgunyathi
Monwabisi Khininda |Mpuma Koloni Livuliwe ixesha lolwaluko iikomiti zezithili zithe bhazalala ukuqinisekisa ukhuseleko lwabakhwetha. UMphathiswa wesebe loRhulumento ngoBambiswano (COGTA) uZolile
Izibazana libhinqisiwe.
Intatheli: Ntsikelelo Jonga | Kraaifontein Kukwangosuku olunye apho amazibazana ebebhinqiswa. Esimbona apha nguNkszn Nompumelelo Mfulathelwa onguMambhlele ke yena noyinzalelwane yaphaya
Entertainment
UTunzi kumdlalo kamabonakude
Intatheli: Monwabisi Khininda | Mpuma Kapa UZozibini Tunzi-Bolowana owazenzela igama ngokuphumelela ukhuphiswano lonobuhle kwihlabathi (Miss Universe) ngamnyaka ka-2019, ufumene indawo
UMikhulu uyonqandwa ziinkwenkwezi kwezonobuhle
NguMonwabisi Khininda UMikhulu Gijana (12) ngunobuhle onesisa nentliziyo entle.Zezompawu kanye ezimbeke kumagqibelela kanqoyi kukhuphiswano loonobuhle kuzwelonke iMiss Golden Heart 2025.UMikhulu
OSEMTSHA UNCEDA UKUPHUHLISA ISAKHONO SOKUCULA KWABATSHA
KRAAIFONTEINIimvumi ezininzi nezingabantu abatsha ezikwaneziphiwo zokucula zizifumana kumaxesha amaninzi ziphantsi koxinezelo lwengqondo. Oku kwenzeka ngenxa yokuba kuye kutshabalale amathemba okufezekiswa



























